10.07.2015 Views

Xhosa - University of Western Cape

Xhosa - University of Western Cape

Xhosa - University of Western Cape

SHOW MORE
SHOW LESS

Create successful ePaper yourself

Turn your PDF publications into a flip-book with our unique Google optimized e-Paper software.

IDyunivesithi yeleNtshona KoloniINgxowa eyoDwa X17Bellville, 7535IFaksi: (021) 959-3115IMfono: (021) 959-262512. INTATHONXAXHEBA KUMAQELA ENZA UMGAQO-NKQUBO OKANYEATHABATHA IZIGQIBO ZEDYUNIVESITHI (ICANDELO 14{G}12.1 Abafundi nabasebenzi bangathabatha inxaxheba kwiinkqubo zokuqulunqa umgaqonkqubonokuthabatha izigqibo zeDyunivesithi ngokuhambelana nezibonelelozoMthetho weMfundo ePhakamileyo, uMthetho 101 ka-1997, njengoko ulungisiwe,kananajlo ngokwemigaqo yezo nkqubo zangaphakathi ekuvunyelenwe ngazo nabamelibabafundi nababasebenzi rhoqo.12.2 Aabanye abantu abnomdla mangafaka izimvo neziphakamiso zabo ngokubhalelauMgcini-zincwadi kwidilesi exelwe kumhlathi we- 4 ngentala apha.13. INKCAZELO NGEZILUNGISO EZIFUMANEKAYO NGOKUBHEKISELELEKWISENZO OKANYE UKUSILELA UKWENZA YIDYUNIVESITHI13.1 Umfundi okanye ilungu loluntu lingafaka isikhalazo ngokubhalela uMgcinizincwadi.13.2 Abasebenzi bangasebenzisa iNkqubo yeZikhalazo yangaPhakathi yeDyunivesithi.13.3 Ukuba isikhalazo simalunga nesenzo okanye ukusilela ukwenza ngokwemigaqoyoMthetho woKhuthazo loFikelo kuLwazi, uMthetho 2 ka-2000, umenziwesikhalazo angathabatha amanyathelo njengoko kubonelelwe kwicandelo 74 ukuyakwelama 82 oMthetho.14.OLUNYE ULWAZIUkuba ufuna olunye ulwazi olungekhoyo kule ncwadana, nceda uqhagamshelane neGosaloLwazi, iSekela Gosa loLwazi okanye uMgcini-zincwadi. Iinkcukacha zabo zoqhagamshelwanozinikezelwe kumhlathi 5.1 ngentla apha.Kungenjalo tyelela iwebhsayithi yethu kwa: http://www.uwc.ac.za. Le ncwadana iyafumanekangesiBhulu nangesi<strong>Xhosa</strong> kwakule webhsayithi.Le ncwadana iza kuhlaziywa minyaka le.9

Hooray! Your file is uploaded and ready to be published.

Saved successfully!

Ooh no, something went wrong!