13.07.2015 Views

ISigaba seSiseko IiShedyuli zoMsebenzi

ISigaba seSiseko IiShedyuli zoMsebenzi

ISigaba seSiseko IiShedyuli zoMsebenzi

SHOW MORE
SHOW LESS
  • No tags were found...

Create successful ePaper yourself

Turn your PDF publications into a flip-book with our unique Google optimized e-Paper software.

LO 3UKUZIPHUHLISABUQULO 4UKUKHULANGOKWASEMZIMBENIUkwazisa ngenkaloyesifundo KwiiSayensiezimalunga nezeNtlalo:EzeMbaliLO 1, 2, 3o Chaza uMhla wamaLungelooLuntu-21MatshiUsuku 3 Iimvakaleloo Xoxa ngovakalelo lobukhwele/lomonao Bonisa imeko-yokuba nobukhwele/nomonao Chonga iindlela zokumelananobukhwele /nomona kwiimekoezahlukeneyoUsuku 4 Intshukumo yemithambo-luvoo Ukuhambelana kwesandla nelisokunye nonyawo neliso• Ukuzifudumezao Ngamaqela ama-4 ukuya kwama-6. Umfundi omnye ujiwuzisa ibholaesekawusini macala onke lo gamaabanye betsiba ngaphaya kwayo• Umsebenzi ongundoqo: Ukujulanokugangao Ngababini , abafundi bajiwuzisaibhola esekawusini baze bayijuleleumlingane oza kuyigangao Umlingane uyayijiwuzisa ayijuleibuyele apho ibivela khonao Makuphindwe kwakhona• Umdlalo wokuziphozisao Fumana isithuba-jiwuzisa iingalomacal’onke, umzimba uze kengoku ucothise ukuze ume,umphumleo Ukwetyisa ingcinganeUsuku 5 Ugqaliso lolwazi: Amava malunganezentlalo manduloo Umbuzo: Ayehleli njaniamakhoboka kwiKapalangaphambili?o Fumana inkcazelo kwimithomboyolwazi, umz; imifanekiso, iincwadiokanye izintoo Tolika inkcazelo, umz; thelekisaizinto ezifanayo nezahlukileyokubomi beli xesha sikulo.Isahluko 3InkaloyesifundoKwiiSayensiezimalunganezeNtlalo(EzeMbali)- 9 -

Hooray! Your file is uploaded and ready to be published.

Saved successfully!

Ooh no, something went wrong!