13.07.2015 Views

ISigaba seSiseko IiShedyuli zoMsebenzi

ISigaba seSiseko IiShedyuli zoMsebenzi

ISigaba seSiseko IiShedyuli zoMsebenzi

SHOW MORE
SHOW LESS
  • No tags were found...

You also want an ePaper? Increase the reach of your titles

YUMPU automatically turns print PDFs into web optimized ePapers that Google loves.

IZAKHONO ZOBOMI ZESHEDYULI YOMSEBENZIIBAKALA 1INTSHAYELELOIshedyuli yomsebenzi yeZakhono zoBomi sisikhokelo esinokusetyenziswa ukunceda ootitshalaekulungiseni abafundi ukuba bakwazi ukukhawulelana nobomi ndawonye nezinto zabo ezinokuthizenzeke. Kungoko ke iqulathe imiba yezentlalo, yobuqu, yengqondo, yovakalelo neyomzimba,emelwe kukwaziwa ngabafundi ukuze bakwazi ukuyenza ekupheleni kweziGaba zabaQalayo.Kucingwa ukuba izihloko ezibandakanyiweyo kwishedyuli yomsebenzi ziya kubenza abafundi babenakho ukwenza izigqibo ezizizo, ezibonisa uxanduva lokuziphatha ngokusesikweni nezibonisaukwazi ukuyimela into abayithethayo nabayenzayo malunga nempilo yabo kunye nemeko-bumeebangqongileyo. Ikwagxile ekubeni abafundi bakhuthazwe ekuzuzeni nasekuziqheliseningezakhono zobomi eziya kubanceda ukuphendula kwimingeni, baze badlale indima ebonakalayonebonisa uxanduva kwezoqoqosho naseluntwini. (NCS -AmaBakala R-3 (2002).Ishedyuli yomsebenzi yahlulwe ngokwentsuku ezi- 5, kwaye iqhubeka yonke imihla.ooooUsuku 1: Ukuphuculwa kwezempiloUsuku 2: Ukuziphuhlisa buquUsuku 3: Uphuhliso lwentlaloUsuku 4: Ukukhula ngokwasemzimbeniUsuku 5: Lwazisa ngeNkalo yesiFundo nesiphumo/ neziphumo ezitsha ukuqhelanisa utitshalanomfundi malunga nemiba yekharityhulam engasoloko ifumana ingqwalasela yexesha elabelweyona ngesizathu sayo sokudala ukusilela kwingqiqo esisiseko senkalo yesifundo esithile xaumfundi engena kwisiGaba esiPhakathi.Ixesha elabelwe izakhono zoBomi leli lilandelayo:oIBakala 1 nele- 2: 1 iyure 10 imizuzuo IBakala 3: 1 iyure 15 imizuzuKulindeleke ukuba utitshala alandele iprogram yemihla ngemihla/ yeveki nganye njengokokuzekelisiwe ukuze umfundi ekugqibeleni anike umfanekiso wokwazi ukujongana nobomiobuzinzileyo.

Hooray! Your file is uploaded and ready to be published.

Saved successfully!

Ooh no, something went wrong!