13.07.2015 Views

isiXhosa FAL P2 - Ecexams.co.za

isiXhosa FAL P2 - Ecexams.co.za

isiXhosa FAL P2 - Ecexams.co.za

SHOW MORE
SHOW LESS

Create successful ePaper yourself

Turn your PDF publications into a flip-book with our unique Google optimized e-Paper software.

14 ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO – <strong>P2</strong> (SEPTEMBA 2013)8.1.8 Uhlala phi uXakekile? (1)8.1.9 Kuthetha ukuthini oku: “Wathatha ngokuphel’ emoyeni?” (2)8.1.10 Uyibhaqe njani uXakekile ukuba kukho into engekhoyo kulobhulukhwe yakhe? (1)8.1.11 Ebehlala nabani uXakekile kwindawo ebehlala kuyo? (1)8.1.12 Nika elinye igama elisetyenziswa ukubi<strong>za</strong> amagwinya. Khetha igamaelichanekileyo kula alandelayo.(a) Isonka samanzi(b) Ifetshu(c) Udodorhoyi (1)8.2 Funda esi sicatshulwa silandelayo uze uphendule imibuzo.Kwilali yaseMaqaqasini kwakukho umfo owayebizwa ngokuba nguQolwana.uQolwana lo washiywa nguyise esekwisithuba seminyaka elishumi elinesibiniezelwe. UQolwana lo ubeyinkulu elandelwa ngudade wabo uNokwanda, yenaobesalekelwa nguMnyamezeli, inci. Aba bantwana bakhule phantsi kwelisoelibukhali likanina, uMavumisa.UMavumisa ubengumfazi obekhuthele ngayo yonke indlela, kodwa uyewonganyelwa kukukhulisa olu sapho kangangokuba uQolwana kuyekwafuneka esishiyile isikolo esekwibanga lesine aye kuzicelela itorhoemlungwini, apho lalisafumaneka khona ngelo xesha iqhoshaelingenamngxuma.Into emophuleyo uMavumisa kuxanduva lokukhulisa abantwana ababini ibekukubonwa kukaNokwanda lisoka. Mhla uNokwanda wahlebela unina ukubakukho tsha-ntliziyo lithile elimbone ukuba angangumfazi, wavuya uMavumisawabulela kuNokwanda esithi ukwanda kwaliwa ngumthakathi.Amadoda akwaNdlambe a<strong>za</strong>mile ukuyikhaba ngawo omane into yokwendakomntwana esemncinci engekahlanganisi neminyaka elishumi elinesihlanu,koko kwabonakala apha kumadoda akwaNdlambe ukuba apha kuMavumisanoNokwanda asenga nje imazi ekhabayo. Umfazi nentombi yakhe batyhalengesifuba bengafuni nokuva. Into yokwenda kwale ntombi imncede kakhuluuQolwana kuba ibiyimhemhe yakhe ukondla nokufundisa aba bantwananakuba ebengahlawulwa kuyaphi eThekwini.

Hooray! Your file is uploaded and ready to be published.

Saved successfully!

Ooh no, something went wrong!