13.07.2015 Views

isiXhosa FAL P2 - Ecexams.co.za

isiXhosa FAL P2 - Ecexams.co.za

isiXhosa FAL P2 - Ecexams.co.za

SHOW MORE
SHOW LESS

You also want an ePaper? Increase the reach of your titles

YUMPU automatically turns print PDFs into web optimized ePapers that Google loves.

20 ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO – P2 (SEPTEMBA 2013)11.6 Nika intsingiselo enikwa ngumgca we – 13 kulo mbongo. (2)11.7 Zifumaneka ngeliphi ixesha lonyaka inkonjane? (½)11.8 Igama elithi isihlwithi kumgca we – 17 liphuhlisa ntoni ngale nkonjane? (2)11.9 Umgca wama – 24 othi, Ndanyalasa, ndingqola-ngqola, ndibheshuzaunika umfanekiso wantoni? (2)11.10 Isimamva u – ndini kumgca – 30 sinika eyiphi intsingiselo? (2)11.11 Ngonjani umntu okanye into enyulu? (1)11.12 Loluphi udidi lo mbongo olu? (1)[17½]UMBUZO 12 (UMBUZO OMFUTSHANE)OKANYEFunda lo mbongo ungezantsi wandule ukuphendula imibuzo elandelayo.Bafana Bafana – Xayimpi S1.2.3.4.5.6.7.8.9.10.11.12.1314.15.16.17.18.19.20.21.22.23.24.25.Bafana bafana!Bafana bafana!Ndizani bafana bafana, ndizani!Ndizani bafana bafana, ndizani!Ngamayeyeye, yimincili!Yintswahla-a-a-a!Bawinil’ abafana bafana, bawinile!Bawinil’ abafana bafana, bawinile!Laduma bafana bafana, laduma!Bafana bafana!Bafana bafana!Uyabulel’ umzantsi AfrikaNgezi nguqu nizenze kweli lizwe;Uthi: Phambili makhwenkwe ka Rholihlahla, phambili!Phambili makhwenkwe ka-Rholihlahla, phambili!Yiyo loo nto sisithi: ndizani bafana bafana, ndizani,Ndizani Bafana Bafana, ndizani,Niye phesheya niy’okuphumelela indebe yehlabathi.Huntshu Bafana bafana huntshu!Huntshu Bafana bafana huntshu!Hee!! Hee!! Hee!!Aa! Rholihlahla!Aa! Rholihlahla!Uyabulela uMzantsi Afrika.Ngokuphuhlisa uqoqosho apha kule Afrika.

Hooray! Your file is uploaded and ready to be published.

Saved successfully!

Ooh no, something went wrong!