13.07.2015 Views

isiXhosa FAL P2 - Ecexams.co.za

isiXhosa FAL P2 - Ecexams.co.za

isiXhosa FAL P2 - Ecexams.co.za

SHOW MORE
SHOW LESS

You also want an ePaper? Increase the reach of your titles

YUMPU automatically turns print PDFs into web optimized ePapers that Google loves.

8 ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO – P2 (SEPTEMBA 2013)4.1.5 Cacisa ngamazwi alula okuqulethwe kokukrwelelweyo kwisicatshulwa. (2)4.1.6 UHlobo wenza msebenzi mni? (1)4.1.7 Wothuswa yintoni uJoe le kucaca ukuba akaqhelanga ukuyibona? (2)4.1.8 Xela igama le ntaka ekhankanyiweyo kumhlathi wokugqibela wesisicatshulwa. (1)4.1.9 Yeyiphi eyona nto asayikhumbulayo uJoe kwisinxibo sale nzwakazi? (1)4.2 Funda esi sicatshulwa silandelayo uze uphendule imibuzo.“Uthetha ke ukuba awungewakhumbuli amagama abo? Ndiza kukuxelelaukuba ndibuzela ntoni na: Ndiyayithanda le bhatyi kodwa ke bendingathandaukuba ndithi phambi kokuba ndiyithenge, khe ndiqale ndibone umfanelekowayo kulowo uyinxibileyo, ndiqonde nakwabanye ukuba bayithanda njani na;ndiqiniseke kuqala ukuba eyam inkosikazi ingafanelwa na yiyo. Kalokuiyakwazi ukuthi into intle, suke ingamfaneli umntu. Iinto ezinjalo mandiqalendiziqonde. Kunzima nokuyibiza inkosikazi izokulinganisela apha, ndiqondekuyo ukuba iyayithanda na. Kaloku iinjongo zam zezokuba ndenze isiphoengasilindelanga. Andifuni nokuthenga into engayifanele ngemali enkulukuba kwakubanzima kuyo ukuthi iyiphiwe okwenduk’ omnquma, ikwaziukundixelela ukuba imbi, ayiyifuni. Kanti ukuba abaza kundicebisa bayibonainxitywe ngomnye, zebabone ukuba yoyifanela inkosikazi, ndoyithengangaphandle koloyiko lokusa into yexabiso kumntu ongazukuyithanda.Ndiyavakala?”4.2.1 Nika amagama aba bantu ekufuneka bekhunjulwe. (2)4.2.2 Iqhubeka phi le ncoko? (1)4.2.3 Loluphi uhlobo lwebhatyi ekuthethwa ngalo apha? Luchaze. (2)4.2.4 Esi sithethi siyithenga le bhatyi njengesipho senkosikazi: Yinyaniokanye asiyonyani. Xhasa impendulo yakho. (3)4.2.5 Caphula ibinzana kwisicatshulwa elithetha, “ukufumana into simahla.” (1)4.3 Funda esi sicatshulwa silandelayo uze uphendule imibuzo.“Umfana undicela ukuba khe ndiphande ngokuvalelwa kukasisi wakhe.Ubukhathazeka noko kuba uyamthanda usisi lo wakhe, ndakuphawula.Nangona selede wadibana nani, ngokutsho kwakhe, akakayiqondi eyonayona. Akazi nokuba uyabanjwa na nokuba akabanjwa na usisi wakhe. Uthimakhe ndiqonde, ndibone into endinokuthi ndiyenze ukumnceda. Lilonkeuyandiphangelisa njengegqwetha alaziyo likasisi wakhe. Ndiphangele kenam, Dick.”“Uvalelwe ke uLinda Monti- ndithetha mna, esitywetyweni,” “Ityala yintoni,Dick?”“Kuyarhaneleka ukuba nguye obulele uEddie noLulama.” Sukuthethaumhlola apha, Dick! ULinda lo ndimaziyo nam! Abulale uEddie?”

Hooray! Your file is uploaded and ready to be published.

Saved successfully!

Ooh no, something went wrong!