15.06.2015 Views

Ukuphuhlisa Ababhali Nabafundi Abazimeleyo: Isiqendu 1 - ITEC

Ukuphuhlisa Ababhali Nabafundi Abazimeleyo: Isiqendu 1 - ITEC

Ukuphuhlisa Ababhali Nabafundi Abazimeleyo: Isiqendu 1 - ITEC

SHOW MORE
SHOW LESS

Create successful ePaper yourself

Turn your PDF publications into a flip-book with our unique Google optimized e-Paper software.

Abantwana bebefunda ukubhala ingcaciso

Abafundi bajonge imifanekiso kwaye bafunda namabali ngeendlovu. Ngokweziphumo zamabali, izivakalisi ezihle okanye

eziphume phambili zakhethwa, ezo zisebenzise amagama afanelekileyo okanye alungileyo okuchaza, ukwenza udonga

olubukekayo lwegumbi lokufunda. Kwa aba bafundi beligumbi linye basebenzise ingcinga yokubhala ngesilwanyana njenge

vesi ukuvavanya indlela esebenza ngayo imibhalo yabo ecacisayo.

Ndijongeka nje ngehashe

Ndisisilwanyana sasendle

Idyasi yam inemibala emnyama nemhlophe

Ndithanda ukutya ingca

Ndiyintoni?

Abafundi ngoku banencwadi yevesi yasegumbini lokufunda abaza kwabelana ngayo, nemibuzo yeli phepha lilandelayo ukujonga

iimpendulo zabo. Brenda: Utitshala webanga (Grade 2)

Ndisisi gebenga

Ndimkhulu

Ndiyoyikeka

Inja ka Davy D

Inja ka Davy D

Inja ka Davy D inkulu kakhulu

inomsilaofuku-fuku. Ityebile kakhulu.

Inja iyamthanda uDavy D no Davy D

uyayithanda ngamaxesha athile. Inja

imnyama kwaye ifuku- fuku inamehlo

amakhulu amabini. Inendlu enkulu.

Inja ka Davy D inkulu kakhulu

Inkwenkwezi

inomsila ofuku-fuku. Ityebile kakhulu.

Inja iyamthanda uDavy D no Davy D

uyayithanda ngamaxesha athile. Inja

mnyama kwaye ifuku - fuku inamehlo

amakhulu amabini. Inendlu enkulu.

10

Ngu Storm

Ngu Storm

“Ngokwezimvo zomgcini wethala leencwadi

le ndlela indincedile ekuqondeni kakuhle

indlela abantwana abancinci abaqala ngayo

ukufunda nabakuthanda ngayo ukufunda,

ukwakha kule nto bayaziyo nokubenza

bazithenbe.

Ukunika ingqalelo umsebenzi wam

wethalo leencwadi nendima eliyidlalayo

ekwenyuseni izinga lokufunda nokubhala

kundikhuthaza ngenene.~

Angela (Umgcini wethala leencwadi)

Hooray! Your file is uploaded and ready to be published.

Saved successfully!

Ooh no, something went wrong!