15.06.2015 Views

Ukuphuhlisa Ababhali Nabafundi Abazimeleyo: Isiqendu 1 - ITEC

Ukuphuhlisa Ababhali Nabafundi Abazimeleyo: Isiqendu 1 - ITEC

Ukuphuhlisa Ababhali Nabafundi Abazimeleyo: Isiqendu 1 - ITEC

SHOW MORE
SHOW LESS

Create successful ePaper yourself

Turn your PDF publications into a flip-book with our unique Google optimized e-Paper software.

Isigaba 3: Khuthaza abantwana ukuthetha, ukufunda kwanokubhala.

Ukhuthaza.

Isigaba

3:

Ukhuthaza.

Le yeyona ndawo

imnandi, isitshixo

esiya empumelelweni

yesifundo sakho.

Ukucwangcisa

kubalulekile.

Indidi ezahlukeneyo

nolonwabo

zingakugcina wena

titshala unomdla

nomsebenzi wakho

uwonwabele.

Khuthaza abantwana ukuthetha, ukufunda

kwanokubhala.

• Cacelwa yinto ofuna ukuyifundisa, njengoko izakukunceda

kwaye ibe negalelo kwimisebenzi yakho ekhuthazayo. Khetha

ibenye okanye zibembini izinto ozakuzenza umzekelo, “Yintoni

esiza kufunda ukuyenza namhlanje?” Iinjongo ezininzi ekufuneka

abantwana bazikhumbule ziyaphazamisa.

YABELANA NABANTWANA NGOKU

“Sifunda ukubhala ingcaciso”, sizakufuna uhlobo olwahlukileyo

kunolu “Sifunda ukuchaza ibali ngawethu amazwi” okanye

“sifunda ukusebenzisa amagama ohlukileyo ukuqala izivakalisi

zethu”.

• Umdla wakho usisiseko ekukhuthazeni naseku nikeni abantwana

umdla wokulangazelela ukubhala. Ngelixesha uphuhlisa

amagama amatsha nabawalandelelayo ukwenzela abantwana

beze namabali anomdla. Ukusebenzisa incwadi, umsebenzi,

umdlalo, amava kwenza ukubhala kube nentsingiselo. Umzekelo

ungabafundisa abantwana umdlalo omtsha wakugqiba ubenze

babhale imigaqo njenge ndlela entsha yokubhala.

8

Inqaku

elibalulekileyo

Injongo kukukhula

kwezimvo

kwanamava

kunye nolwimi

oluthethwayo.

Hooray! Your file is uploaded and ready to be published.

Saved successfully!

Ooh no, something went wrong!