15.06.2015 Views

Ukuphuhlisa Ababhali Nabafundi Abazimeleyo: Isiqendu 1 - ITEC

Ukuphuhlisa Ababhali Nabafundi Abazimeleyo: Isiqendu 1 - ITEC

Ukuphuhlisa Ababhali Nabafundi Abazimeleyo: Isiqendu 1 - ITEC

SHOW MORE
SHOW LESS

Create successful ePaper yourself

Turn your PDF publications into a flip-book with our unique Google optimized e-Paper software.

Isigaba 2: Lungisa kwangethuba izixhobo ozakuzisebenzisa

Isigaba

2:

Lungisa kwangethuba izixhobo

ozakuzisebenzisa

Isixhobo esiluncedo sokuxhasa inkqubo yakho yokubhala nokufunda

Ì Ì Iincwadi zokubhala okanye iphepha. Kwabaqalayo

kulula ukuba namaphepha angenamigca. Amaphepha

ohlukileyo ngemibala nangokumila kungongeza umdla.

Ì Ì Iitshathi zonobumba. Kuhle ukuba umntwana ngamnye

abenayo okanye amaqela amancinci

ÌÌ

IPensile, itshokhwe nezixhobo zokubhala ezimangalisayo.

(Ibrashi yokupeyinta kunye namanzi asetyenziswa ebhodini

okanye udaka / udongwe / umbhalo ocimekayo) (enkulu

kunye nencinci). Abantwana bafuna iindlela ezininzi

zokufunda ukubhala kwaye bakwazi ukuba bakonwabele.

Ì Ì Isanti esetreyini, ilungile xa kufundwa ukubhala

kwabaqalayo yishukumise itreyi uphinde ubhale kwakhona.

Ì Ì Iimbasa, Imbuyekezo. Izatifiketi zokuphumelela

namaphetshana ancamathelayo ayanceda ekugxininiseni

nasekukhuthazeni iinzame okanye imizamo yomntwana.

Ì Ì Ukukhetha “umbhali oqaqambileyo” wosuku ubungowona

uyimpumelelo, ingakumbi xa umsebenzi omhle

uxhonyiwe okanye wondlelwe ngoku nomtsalane, unembasa

yenkwenkwezi kwaye ufotwe kuphume omnye

azakugoduka nawo umntwana.

Ì Ì Indawo eqaqambileyo yokubeka “umbhalo oqaqambileyo”-

umbhalo obalaseleyo wosuku lwabafundi.

Ì Ì Ithala leencwadi lasegumbini lokufundela - Indawo

yokubeka okanye yokuxhoma imisebenzi yokubhala

yabantwana neencwadi abazenzeleyo egumbini lokufunda

kunye neencwadi ezihlala kwithala leencwadi.

6

Hooray! Your file is uploaded and ready to be published.

Saved successfully!

Ooh no, something went wrong!