15.06.2015 Views

Ukuphuhlisa Ababhali Nabafundi Abazimeleyo: Isiqendu 1 - ITEC

Ukuphuhlisa Ababhali Nabafundi Abazimeleyo: Isiqendu 1 - ITEC

Ukuphuhlisa Ababhali Nabafundi Abazimeleyo: Isiqendu 1 - ITEC

SHOW MORE
SHOW LESS

Create successful ePaper yourself

Turn your PDF publications into a flip-book with our unique Google optimized e-Paper software.

ÌÌ

Umhlobo wasegumbini lokufunda! Abantwana bayazonwabela izinto ezimangalisayo

nongenakho ukuzichaza. Kungenzeka ntoni ukuba uBere, Inyoka, Isigebenga segumbi

lokufunda, nengelosi ziqalisa ukubhala imiyalezo eya ebantwaneni begumbi lokufunda?

Bangacinga ntoni xa ISIGEBENGA sifuna ukufunda nabo, kodwa ubhala kakubi nopelo

lwakhe lubi? Uluvo lelokuba nanku umntu ogqithisileyo ukuqonda othatha kade egumbini

lokufunda.

ÌÌ Wonke umntu angancedisa ngecebo ukuphucula umsebenzi wakhe. Anganceda

ngokumncoma lo mntwana uthatha kade. Utitshala angabhala oku ngesandla

angasisebenzisiyo ukwenza ukubhala oku kushiyane nopelo lukekele ngendlela ehlekisayo

AMAGAMA AFUNDIWE!

UMBHALO UJONGIWE!

IZILUNGISO ZENZIWE!

IINCWADI ZIBHALIWE!

Enkosi ku Harry Hood ngalo mbono – Central Otago Education Centre, NZ

"Ndibone

indoda enkulu

Yoqobo

ebingenalusini

Izolo"

"Ndinqwenela

Ukubhala

kakuhle

Njengawe

David"

Umdlalo olula wefonetiki onokuwudlala nabantwana bakho

Khetha abantwana abathathu baze ebhodini. Bhala izandi ezintathu ezohlukeneyo uphinde ucele umntwana ngamnye ame

phantsi konobumba baze bajike bajonge ebantwaneni. Utitshala okanye abantwana babize igama eliqala ngomnye wonoobumba.

Umntwana ome phantsi kwaloo nobumba kufuneka aguquke okanye ajikeleze. Ukuba bayichanile okanye bayahlala kulo

mdlalo uze uqhubekeke. Ukuba bayiphosile mabatshintshe indawo nomnye umntwana. Abantwana kufuneka bamamele kwaye

bawuqwalasele lo mdlalo baphinde basebenzise ulwazi lwabo lwefonetiki. Ibonakala ithandwa ngabantwana.

Ungawenza nzima lo mdlalo kubantwana abadala ngokusebenzisa izinto ezigobayo imizobo (th, sh, or, wh, etc), amagama

aphakathi okanye izandi zokugqibela.

14

Hooray! Your file is uploaded and ready to be published.

Saved successfully!

Ooh no, something went wrong!