15.06.2015 Views

Ukuphuhlisa Ababhali Nabafundi Abazimeleyo: Isiqendu 1 - ITEC

Ukuphuhlisa Ababhali Nabafundi Abazimeleyo: Isiqendu 1 - ITEC

Ukuphuhlisa Ababhali Nabafundi Abazimeleyo: Isiqendu 1 - ITEC

SHOW MORE
SHOW LESS

You also want an ePaper? Increase the reach of your titles

YUMPU automatically turns print PDFs into web optimized ePapers that Google loves.

Ukufundisa abaqalayo ukubhala usebenzisa isivakalisi endaweni

yegama elinye, kunamandla. Umzekelo.

“Ndiyi……...” Kukhawulezisa kunike intsingiselo kula magama

“Jonga e…..”

“Siya e…….”

“Umama u………...”

Ungaziphinda izivakalisi usebenzisa iindlela ezohlukeneyo bade

abantwana bazisebenzise bengancediswa.

“Ndiyintombi okanye inkwenkwe. Ndiya esikolweni ngoku”.

“Ndiyibhaloni ebomvu okanye eluhlaza. Ndibhabha phezulu

esibhakabhakeni”.

“Ndiya kwithala leencwadi lase sikolweni namhlanje”.

Ungayishiya imizekelo ixhonyiwe ukukhumbuza abantwana bakho indlela amababhale

ngayo ukubanceda bakwazi ukuzithemba.Ukuze bakwazi ukuzenzela imizekelo ifanelwe

isuswe kwangethuba okanye msinyane xa bebonakalisa umdla wokuzama izinto

ezintsha ngokwabo.

12

Hooray! Your file is uploaded and ready to be published.

Saved successfully!

Ooh no, something went wrong!