30.01.2013 Views

Bahleli enyhunywhini eWalmer - Zithethele

Bahleli enyhunywhini eWalmer - Zithethele

Bahleli enyhunywhini eWalmer - Zithethele

SHOW MORE
SHOW LESS

You also want an ePaper? Increase the reach of your titles

YUMPU automatically turns print PDFs into web optimized ePapers that Google loves.

Indaba zasekasi

ukho unyawo lwemfene kulento

VUYOKAZI NKANJENI

reporter@zithethele.co.za

Ekuseni ngeCawe yale veki, umhla

we 26 August uSylvia Snuka

owaziwa ngelika Maswana phaya

kwa Ward 18 KwaZakhele wothuswe

kukutsarhwa ngumsi,

kanti indlu yakhe ivutha ngumlilo.

“Le nto yenzeke ngo 1am apho

ndive isandi phezu kwendlu, andakhathala,

kwaze emveni koko

ndeva ngomsi. Ndikhwaze unyana

wam uXolisa obelele kwelinye

igumbi. Xa ndiphuma kweli lam

ndigagane nomlilo emnyango.

U-Xolisa nomzukulwana wam

oneminyaka emithandathu baye

bandiqengqela phandle kuba ndingakwazi

ukuhamba ncam,” utshilo

uMaswana.

PAGE 2

Abamelwane beve ngezikhalo

bazakunceda, kodwa kwabe

kungekho nto banokuyenza ngoba

amadangatye ebenwenwile,

yaye engalawuleki. U-Misumzi

Gobo ongumelwane uthi uze

egaba ne emele yamanzi, kodwa

khange bakwazi ukuwunqanda

umlilo. Kutshe yonk’into yaluthuthu.

U-Philasande Maswana

ongunyana omkhulu kaSylvia

yena ubuye emsebenzini indlu

itshe yangqongqa. “Ndibulela nje

ukuba kube akubangakho mntu

wonzakeleyo ngulo mlilo. Into esinokuyenza

ngoku kukuba siphinde

siqale ekuqaleni ukwakha

ikhaya lethu,” utshilo.

U-Xolisa Maswana uthi yena

wothuswe bubushushu abuve

ezinyaweni, ze akothuka wabona

Bagotywa bebatsha

KHANYISA SINQE

khanyisa@zithethele.co.za

bingabafundi abangaphaya kwaa-50

bebanga ugrade 6 no grade

abawelwe ngumqa esandleni

gokuthi bafundiswe ngokonga

mali, kwiphulo elithi ‘teach a child

ow to save’ neliququzelelwe yibanka

iNedbank, phaya eSeyisi

rimary School kwa Zakhele.

-Sylvester Funani noyimaneala

yesebe lale bhanka, nguye

befundisa aba bafundi ngeyona

dlela ilula yokonga imali phantsi

wesihloko esithi, “Eat your cents

ow and enjoy your rands later”

Saye saqonda siyibhanka ukuba

uyanyanzeleka sibagobe bebatha,

siqale kwaba baselula uku-

fundisa ngendlela yokonga imali

bakhule nayo. Khawufane ucinge

xa ese Primary School yaye esazi

ngokubaluleka kokonga imali, aye

ehigh school nolo lwazi, ze ayokutsho

edyunivesiti, singanesizwe

nekamva eliqaqambileyo,” utshilo

uFunani. Emva kokuba ebafundisile

uye waphosa nemibuzo, ze

lowo uyiphendule ngokuchanekileyo

amthi jize ngesipho.

Ekugqibeleni uye wabapha

iinkonxa zokugcina imali nalapho

uye wabayalela ukuba zebathi

gqolo ukufaka imali, becuntsula

kuleyo baye bayiphiwe ngabazali.

Uthe umfundi othe wayigcwalisa

kwamsinya icash box yakhe,

aze aye nayo kwibhanka yakwa

Nedbank ehamba nomzali, kuba

LOANS !! LOANS !!

LOANS!!

You have tried the REST!!!

Now It’s time to try the BEST at

IZWE LOANS.

WE are offering short/long term

PERSONAL LOANS

We do CONSOLIDATION

We can APPROVE your loan in

10 MINUTES

All we need is 3 months bank statements,

latest pay slip (salary advice) and

SA ID document.

For more information feel free to contact

Mavis at

078 309 7871 or fax: 0866 812 312

Zithethele is published by: The Media Workshop 99 2 nd Avenue, Newton Park, Port Elizabeth, 6045

Tel: 041 363 2377

You can contact the news editor: Khanyisa Sinqe

on 074 898 7011 or email her at

khanyisa@zithethele.co.za.

Contact the editor at editor@zithethele.co.za.

To advertise, please call 041 363 2377 or

email: adverts@zithethele.co.za.

Letters can be posted to: P.O. Box 70251,The Bridge, 6032

Opinions expressed in this publication are not necessarily those of The Media Workshop or any of the clients or advertisers.

Information is believed to be correct at the time of going to print.

No material (articles or photographs) may be reproduced in whole, or in part, without specific written permission by the

managing editor.

Zithethele does not endorse any claims made by advertisers.

Thursday, 30�

ukuba indlu iyavutha. “Kushiyeke

ezi zilapha emzimbeni iimpahla

kuphela. Akhonto ndinayo.

Amayeza am, iincwadi zomzukulwana

neyunifomu, ii ID zethu

nekhadi lasekliniki zitshe zaphela.

Naluphina uncedo olunokuvela

ndingalwamkela. Kudala ndahlala

ebobosini, kucaca ukuba ndakufela

kulo,” utshilo uSylvia esezinyembezini.

Unobangela womlilo

awukaziwa.

SinguZithethele sapapasha

inqaku nge 2 August, sibalisa

ngoqhankqalazo lweenkonzo

zikamasipala nalapho abahlali

babekhalazela ukuqhwalela kwazo,

yaye lo kaMaswana wayengomnye

wabantu abaphumayo

ephepheni, esolathisa uphahlwa

lwendlu yakhe.

sikhona isidudla sebhaso azakusifumana

yaye uzakuvulelwa

ne akhawunti ze akwazi ukonga

imali yakhe.

Bebexhelelwe exhukwana abafundi

zezimfundiso zika Funani,

yaye u-Siphesihle April ongumfundi

ka grade 6 uthe, “La mali

yam ndiyiphiwa ngumama andizokuthenga

nagayo yonke apha

esikolweni, enye ndizakuyifaka

kwi cash box yam kuba ndifuna

ukuba ngowokuqala ukuya kwa

Nedbank, ndizokufumana ikhadi

lam lebhanka nje ngo sisi wam

omdala,” utshilo. Ukanti yona

inqununu yesikolo ibizibambe

ngeenkophe luvuyo kuba isithi

kule minyaka eyinqununu, uyaqala

ezimbalini ukubona oluphuhliso

lusenzeka kwesi sikolo. Uthe yasoloko

izizikolo zasezidolophini

ezifumana lamathuba.

Advertorial

Walmer Hydroponics winning

the fight against poverty

Portia Mlisa

GCIS Nelson Mandela Bay

U-Philasande Maswana ephethe I-album yamafoto osapho neyiyonanto

isinde emlilweni.

I-Branch Manager yase Nedbank eZiyabuya Shopping Complex u-Sylvester

Funani efundisa abafundi base Seyisi Primary School ngeendlela

zokonga imali, ebapha nee cash box apho bazakugcina khona imali

yabo. Picture: Khanyisa Sinqe.

President Jacob Zuma in his State of the Nation

Address said: ‘I would like to appeal to all

our people to join hands as they always do, as

we deal decisively with the triple challenges of

unemployment, poverty and inequality. Nobody

will do this for us, it is in our hands. And we all

equal to the task”.

Walmer Hydroponic Cooperative is an agricultural

Coop that was established in 2006 by a

group of 10 people of Walmer location and registered

in 2007. They started this project with the

aim to address food sustainment measures, to

decrease unemployment by creating opportunities

of better access to agricultural markets with

a mandate to devise means and ways to draw

more residents into the project to turn around

current trajectories that exist in the township and

provide agricultural skills to unskilled people of

the community.

Nelson Mandela Bay Municipality built tunnels

for them and provided with all working

equipment and tools. Thina Sinako funded the

project with a big infrastructure where they have

an office, boardroom and cool room then also

sponsored the project with two bakkies to deliver

to markets.

The project has created 12 permanent jobs

for people from the community. In 2011 the project

took 50 youth members from the community

and trained them on Crop management. Farming

easy program was also conducted by Agri-Seta.

Currently the project has students from Nelson

Mandela Metropolitan University who are doing

their internship. They assist mostly with marketing

as well as administration work and they

have been a great asset to the project.

The project is producing Baby marrow, Patty

pans, peppers, tomatoes, and cocktail tomatoes.

All these crops are delivered to Fruit & Veg, Spar,

some restaurants, as well as Somalian shops

around Walmer and also to the public.

Starting a business is never an easy road to

travel, if you have a vision and a goal you must

persevere and be patient and never lose the

drive”, those were Mr Tyokwana’s words one of

the founders during the community radio slot at

Nkqubela FM organized by Government Communication

and Information System (GCIS) in

his last words during the radio interview for those

who would like to start their businesses and those

who are struggling to sustain them.

The project is based at Walmer in Heugh

Road. Anyone who would like to place an order

can call their office at 041-587 5130 from 08:00

- 16:00 or call Mr Tyokwana at 082 794 5340.

Hooray! Your file is uploaded and ready to be published.

Saved successfully!

Ooh no, something went wrong!