30.01.2013 Views

Bahleli enyhunywhini eWalmer - Zithethele

Bahleli enyhunywhini eWalmer - Zithethele

Bahleli enyhunywhini eWalmer - Zithethele

SHOW MORE
SHOW LESS

Create successful ePaper yourself

Turn your PDF publications into a flip-book with our unique Google optimized e-Paper software.

MY COMMUNITY, MY NEWS

Sanlam/MDDA Awards 2012: Best Front Pages & Investigative Reporting

Thé paper for the Bay community 50 000 copies

Finalist in the PanSALB Multilingualism Awards

Sanlam/MDDA Best Community Newspaper 2010

Edition 48

Tel: 041 363 2377 Fax: 041 363 0949 editor@zithethele.co.za 30 August 2012 - 13 September 2012

Bahleli enyhunywhini eWalmer

LIZEKA TANDWA

lizeka@zithethele.co.za

Emva kweeveki zezandyondyo

nezantyala-ntyala zeemvula

ebezikwesi sixeko, abahlali base

Walmer bathi ukudama kwamanzi

ngoku anukayo, bubangele ukugula

kwaye amanye amabobosi

nemizi isaxinge kuloo mgxobhozo.

Batyhola ngelithi akavakali nangetshengele

umasipala necebo lokufunxa

loo manzi ze ayeke ukuba

yinyhunyhu. Bakho abemi abagxumeke

amathango okusithelisa

imizi yabo kuloo manzi athwele

isankqange sevumba eliza nezifo.

U-Thembeka Dhinga ohlala

kwindlu yesibonelelo kula lokishi

uthi selekhova kuya kabini esibhedlele

ngenxa yee ring worms,

ezibangelwe ngulo mgxobhozo.

“Singqangwe ngumgxobhozo

ngoku isithuba esingaphezu kwenyanga.

La manzi ajike aluhlaza

yaye akuyo yonke le Walmer. Besinethemba

ukuba umasipala uzakukhe

azowafunxa, kodwa ayikenzeki

loo nto,” utshilo. U-Dumi Thile

ohlala kumabobosi akwa G, entshona

yeWalmer ungqina ngelithi,

“Zigqithile iiveki ezintathu ngoku

engade afunxwe la manzi. Ngoku

siphila enyhunyhwini yaye loo nto

iyandiphambanisa. Thina le flood

yatsho amabobosi ethu agcwala

ngamanzi, kwamanzi iimpahla

nefenishala, loo fenishala ngoku

iyabola. Yiminyaka eli-14 ndilinde

indlu yam yeRDP, ayiveli, siphila le

ntlalo.”

U-Ntombi Finxo, naye wakwa

G apho eWalmer uhlomlwe wathi,

“Kuyanuka phu apha. La mabhakethi

siwasebenzisayo amanye

awiswa yimvula, ngoku kudada elo

lindle kula manzi. Umntwana wam

uthe edlala wangena kula manzi,

wagula kungaphelanga neeyure

ezimbalwa. Kuye kwanyanzeleka

ndimkhuphe eskolweni kangangeveki

ndimse ekliniki, kuba la

manzi awakafunxwa ngumasipala.

Asinakuphila ngoluhlobo kuba

abantu abaninzi ngoku bayagula.

Ndinommelwane ekunyanzeleke

alakhele kwenye indawo ibobosi

lakhe ngenxa ye asthma eye yaqatsela,

kuba kuyanuka apha.”

Siye sangcambazisa uceba

wala ndawo uNomajama Benya

ophendule ngelithi, “Mna bendikwi

sick leave okwethutyana,

kodwa ndiyawazi lo mcimbi. Simaxhaphetshu

silungisa umba we

mobile toilets esizakuzizisa eluntwini,

ukukhawulelana nale ngxaki

yamanzi. Asiphelelanga apho

kuba sizakuza nabantu bokufunxa

loo manzi.” Ukanti nabo abahlali

base Despatch benza esabo isimbonono

sokuba bona balityelwe

nguMasipala wesi sixeko. Bathi

yiminyaka behlala kulangingqi,

kodwa uphuhliso alukho tuu. Imigushuzo

yokuqhankqalazela ukurhuq’

iinyawo kuka masipala wesi

sixeko ekuziseni iinkonzo eluntwini,

ithe saa ezilokishini yaye sele

ifuna ukuqheleka. Umba wezindlu

zangasese ezisasebenzisa amabhakethi,

izindlu ze RDP, umbane

nokusondezwa kwamanzi emizini,

zezona zinto zitshisa ebunzi.

Save! Helping Hand

Graduate

Netball

Page 2

Page 3 Page 6 Page 8

Ekhohlo ngumama uNomvuselelo Njokweni nesitulo esitsha, ze ekunene ibe nguye nentombi yakhe uSibongile

ngexesha ibisaphila. Isikhalo sakhe siwele kwindlebe ezinobuntu emva kokuba iZithethele ibhale yapapasha

ibali lakhe elibuhlungu ngomhla we 16 Agust, nalapho lomama wayephalaza intlungu yakhe yokushunqulwa

umlenze ngenxa yesifo seswekile, ekwanaso nestroke. Ibe yiveki nje lifundiwe ibali lakhe safumana

umnxeba ovela kwabakwa All Pay eWalmer, nalapho baye bamthi jize nge weelchair lo kaNjokweni, bemosula

iinyembezi zokuphulukana nentombi yakhe ebine meningitis, nayo emva kweveki lipapashiwe kwiZithethele.

Khange akwazi ukuzibamba iinyembezi ngethuba ehlala okokuqala kwesi situlo sakhe sinamavili loka Njokweni.

Umama uNjokweni ngoku udinga ukunakekelwa kuba akanampilo yaye ebejongwe yile ntombi yakhe

ingasekhoyo.Picture: Nomakhwezi Gqola

Abemi bakwa G eWalmer bazibhaqe behleli emgxobhozweni emveni kwezandyondyo zeemvula ezikhe zantlinta esi sixeko kwisithuba esingangenyanga esigqithileyo. Loo manzi ngoku

ajike ayinyhunyhu eluhlaza nenuka phu, kwade kwagula abantwana nabantu abadala kuloo meko. Pictures: Vuyokazi Nkanjeni

Thursday, 30 August 2012 - Thursday, 13 September 2012

Zithethele is supported

by the

Zithethele Community Newspaper

Indaba zasekasi

ukho unyawo lwemfene kulento

VUYOKAZI NKANJENI

reporter@zithethele.co.za

Ekuseni ngeCawe yale veki, umhla

we 26 August uSylvia Snuka

owaziwa ngelika Maswana phaya

kwa Ward 18 KwaZakhele wothuswe

kukutsarhwa ngumsi,

kanti indlu yakhe ivutha ngumlilo.

“Le nto yenzeke ngo 1am apho

ndive isandi phezu kwendlu, andakhathala,

kwaze emveni koko

ndeva ngomsi. Ndikhwaze unyana

wam uXolisa obelele kwelinye

igumbi. Xa ndiphuma kweli lam

ndigagane nomlilo emnyango.

U-Xolisa nomzukulwana wam

oneminyaka emithandathu baye

bandiqengqela phandle kuba ndingakwazi

ukuhamba ncam,” utshilo

uMaswana.

PAGE 2

Abamelwane beve ngezikhalo

bazakunceda, kodwa kwabe

kungekho nto banokuyenza ngoba

amadangatye ebenwenwile,

yaye engalawuleki. U-Misumzi

Gobo ongumelwane uthi uze

egaba ne emele yamanzi, kodwa

khange bakwazi ukuwunqanda

umlilo. Kutshe yonk’into yaluthuthu.

U-Philasande Maswana

ongunyana omkhulu kaSylvia

yena ubuye emsebenzini indlu

itshe yangqongqa. “Ndibulela nje

ukuba kube akubangakho mntu

wonzakeleyo ngulo mlilo. Into esinokuyenza

ngoku kukuba siphinde

siqale ekuqaleni ukwakha

ikhaya lethu,” utshilo.

U-Xolisa Maswana uthi yena

wothuswe bubushushu abuve

ezinyaweni, ze akothuka wabona

Bagotywa bebatsha

KHANYISA SINQE

khanyisa@zithethele.co.za

bingabafundi abangaphaya kwaa-50

bebanga ugrade 6 no grade

abawelwe ngumqa esandleni

gokuthi bafundiswe ngokonga

mali, kwiphulo elithi ‘teach a child

ow to save’ neliququzelelwe yibanka

iNedbank, phaya eSeyisi

rimary School kwa Zakhele.

-Sylvester Funani noyimaneala

yesebe lale bhanka, nguye

befundisa aba bafundi ngeyona

dlela ilula yokonga imali phantsi

wesihloko esithi, “Eat your cents

ow and enjoy your rands later”

Saye saqonda siyibhanka ukuba

uyanyanzeleka sibagobe bebatha,

siqale kwaba baselula uku-

fundisa ngendlela yokonga imali

bakhule nayo. Khawufane ucinge

xa ese Primary School yaye esazi

ngokubaluleka kokonga imali, aye

ehigh school nolo lwazi, ze ayokutsho

edyunivesiti, singanesizwe

nekamva eliqaqambileyo,” utshilo

uFunani. Emva kokuba ebafundisile

uye waphosa nemibuzo, ze

lowo uyiphendule ngokuchanekileyo

amthi jize ngesipho.

Ekugqibeleni uye wabapha

iinkonxa zokugcina imali nalapho

uye wabayalela ukuba zebathi

gqolo ukufaka imali, becuntsula

kuleyo baye bayiphiwe ngabazali.

Uthe umfundi othe wayigcwalisa

kwamsinya icash box yakhe,

aze aye nayo kwibhanka yakwa

Nedbank ehamba nomzali, kuba

LOANS !! LOANS !!

LOANS!!

You have tried the REST!!!

Now It’s time to try the BEST at

IZWE LOANS.

WE are offering short/long term

PERSONAL LOANS

We do CONSOLIDATION

We can APPROVE your loan in

10 MINUTES

All we need is 3 months bank statements,

latest pay slip (salary advice) and

SA ID document.

For more information feel free to contact

Mavis at

078 309 7871 or fax: 0866 812 312

Zithethele is published by: The Media Workshop 99 2 nd Avenue, Newton Park, Port Elizabeth, 6045

Tel: 041 363 2377

You can contact the news editor: Khanyisa Sinqe

on 074 898 7011 or email her at

khanyisa@zithethele.co.za.

Contact the editor at editor@zithethele.co.za.

To advertise, please call 041 363 2377 or

email: adverts@zithethele.co.za.

Letters can be posted to: P.O. Box 70251,The Bridge, 6032

Opinions expressed in this publication are not necessarily those of The Media Workshop or any of the clients or advertisers.

Information is believed to be correct at the time of going to print.

No material (articles or photographs) may be reproduced in whole, or in part, without specific written permission by the

managing editor.

Zithethele does not endorse any claims made by advertisers.

Thursday, 30�

ukuba indlu iyavutha. “Kushiyeke

ezi zilapha emzimbeni iimpahla

kuphela. Akhonto ndinayo.

Amayeza am, iincwadi zomzukulwana

neyunifomu, ii ID zethu

nekhadi lasekliniki zitshe zaphela.

Naluphina uncedo olunokuvela

ndingalwamkela. Kudala ndahlala

ebobosini, kucaca ukuba ndakufela

kulo,” utshilo uSylvia esezinyembezini.

Unobangela womlilo

awukaziwa.

SinguZithethele sapapasha

inqaku nge 2 August, sibalisa

ngoqhankqalazo lweenkonzo

zikamasipala nalapho abahlali

babekhalazela ukuqhwalela kwazo,

yaye lo kaMaswana wayengomnye

wabantu abaphumayo

ephepheni, esolathisa uphahlwa

lwendlu yakhe.

sikhona isidudla sebhaso azakusifumana

yaye uzakuvulelwa

ne akhawunti ze akwazi ukonga

imali yakhe.

Bebexhelelwe exhukwana abafundi

zezimfundiso zika Funani,

yaye u-Siphesihle April ongumfundi

ka grade 6 uthe, “La mali

yam ndiyiphiwa ngumama andizokuthenga

nagayo yonke apha

esikolweni, enye ndizakuyifaka

kwi cash box yam kuba ndifuna

ukuba ngowokuqala ukuya kwa

Nedbank, ndizokufumana ikhadi

lam lebhanka nje ngo sisi wam

omdala,” utshilo. Ukanti yona

inqununu yesikolo ibizibambe

ngeenkophe luvuyo kuba isithi

kule minyaka eyinqununu, uyaqala

ezimbalini ukubona oluphuhliso

lusenzeka kwesi sikolo. Uthe yasoloko

izizikolo zasezidolophini

ezifumana lamathuba.

Advertorial

Walmer Hydroponics winning

the fight against poverty

Portia Mlisa

GCIS Nelson Mandela Bay

U-Philasande Maswana ephethe I-album yamafoto osapho neyiyonanto

isinde emlilweni.

I-Branch Manager yase Nedbank eZiyabuya Shopping Complex u-Sylvester

Funani efundisa abafundi base Seyisi Primary School ngeendlela

zokonga imali, ebapha nee cash box apho bazakugcina khona imali

yabo. Picture: Khanyisa Sinqe.

President Jacob Zuma in his State of the Nation

Address said: ‘I would like to appeal to all

our people to join hands as they always do, as

we deal decisively with the triple challenges of

unemployment, poverty and inequality. Nobody

will do this for us, it is in our hands. And we all

equal to the task”.

Walmer Hydroponic Cooperative is an agricultural

Coop that was established in 2006 by a

group of 10 people of Walmer location and registered

in 2007. They started this project with the

aim to address food sustainment measures, to

decrease unemployment by creating opportunities

of better access to agricultural markets with

a mandate to devise means and ways to draw

more residents into the project to turn around

current trajectories that exist in the township and

provide agricultural skills to unskilled people of

the community.

Nelson Mandela Bay Municipality built tunnels

for them and provided with all working

equipment and tools. Thina Sinako funded the

project with a big infrastructure where they have

an office, boardroom and cool room then also

sponsored the project with two bakkies to deliver

to markets.

The project has created 12 permanent jobs

for people from the community. In 2011 the project

took 50 youth members from the community

and trained them on Crop management. Farming

easy program was also conducted by Agri-Seta.

Currently the project has students from Nelson

Mandela Metropolitan University who are doing

their internship. They assist mostly with marketing

as well as administration work and they

have been a great asset to the project.

The project is producing Baby marrow, Patty

pans, peppers, tomatoes, and cocktail tomatoes.

All these crops are delivered to Fruit & Veg, Spar,

some restaurants, as well as Somalian shops

around Walmer and also to the public.

Starting a business is never an easy road to

travel, if you have a vision and a goal you must

persevere and be patient and never lose the

drive”, those were Mr Tyokwana’s words one of

the founders during the community radio slot at

Nkqubela FM organized by Government Communication

and Information System (GCIS) in

his last words during the radio interview for those

who would like to start their businesses and those

who are struggling to sustain them.

The project is based at Walmer in Heugh

Road. Anyone who would like to place an order

can call their office at 041-587 5130 from 08:00

- 16:00 or call Mr Tyokwana at 082 794 5340.

LIZEKA TANDWA

lizeka@zithethele.co.za

indaba zasekasi

Sisikelelekile isandla esiphayo

Emveni kwenqaku elapapashwa

yiZithethele malunga

nomsebenzi oncomekayo owenziwa

yi Seki Women’s Foundation

ephantsi ko Pearl Bono, abafundi

bedyunivesiti yesi sixeko

iNMMU baye bagqiba ekubeni

nabo bafake isandla kwelo ziko.

Kaloku lo kaBono sathi ugcine

iinkedama yaye esondla malunga

ne-150 abantu abaphila nentsholongwane

kagawulayo kwingingqi

yase New Brighton. Emveni

kokuqokelela iR5000 apho

edyunivesiti nakumashishini

esixeko, iNMMU isindleke ngokutya

neempahla ngoLwesihlanu

Motherwell

Shop No 2, Umnulu Street

Motherwell Convenience Centre

Fax: 041 462 6109

Tel: 041 462 0580

Email: motherwellbuildit@telkomsa.net

STARTS ON 16-09-2010 ENDS ON 30-09-2010

Cement

Build It

50Kg

R79.95

Doorframe Pine

no sill

R179.95

weveki ephelileyo, ukuncedisana

nomama uPearl Bono.

Aba bafundi abaphelelanga

apho kuba baye bavolontiya ukupheka

nokuphakela iintsapho

neenkedama. U-Bayabulela

Jolobe olikhonkco labafundi kule

nkqubo uthe ukunceda eli ziko

iSeki kungqamene nokubumba

uluntu, kwaye, “Ndiye ndagqiba

ekubeni thina siyikomiti eququzelela

uMs noMr NMMU, size

necebo lokuqinisekisa ukuba loo

nkosazana nenkosana ezichongiweyo

zibe nendima eziyidlalayo

eluntwini. Babe ngabameli

nemizekelo emihle ngakumbi

kwabo basakhulayo.” Bangama-

20 abo bazakungenela elo khuphiswano

loo nobuhle.

“Sithe sakubona umsebenzi

20kg Tile Adhesive

1 Free Bag with every

10 boxes of floor tiles

R25.95

Flooring

Laminated

1.9m/2

R189.95

kamama uBono usothulelwa umnqwazi

liphepha labahlali, sagqiba

ukuba ibe ngulo mzi wakhe ofumana

elo cham lokutya neempahla,”

uhambise watsho okaJolobe.

Umfundi owenza unyaka wesibini

kubunjineli uBrent Adams naye

uhlomle ngelithi, “Iyasonwabisa

into yokoyanyaniswa nelinge elihle

ngolu hlobo, kwaye sitsho

sakhuthazeka ekubeni siqhube

kakuhle ezifundweni ukuze sizokwazi

ukwenza ngcono ubomi

babanye abantu ngakumbi ezilokishini.”

“Kum eyona nto ibalulekileyo

kukuzityhalela empumelelweni,

yaye ndizama ukuyimilisela nakwaba

bantwana balapha e Seki

Women’s Foundation,” utshilo

uVuyolwethu Dolo wase New

Free

Disc

Angle Grinder

115mm +

Free Wire Twin & Earth 1.5mm

steel cutting disc (2.5mm R7.95 p/m)

R189.95 R4.95 p/m

Toilet Seat

White Wooden

Build It

R79.95

Door Interior

Sapele Print +

Free Hinges

R199.95

Plascon Exterior

Textured Paint

20lt White

(Colours R449.95)

R419.95

Motherwell September Spring in-store promo from 1/9/12 to 25/9/12

Free

Hinges

Brighton.

I-Seki Women’s Foundation

yayifudula iliziko lamanina ayengoodingindawo

ase New Brighton

kuphela, kodwa umama uBono

wabona ukuba ayinabisele nakwiintsapho

ezingathathi ntweni,

ngenxa yokukhula kwemeko

yendlala. Le ntsengwanekazi ithi

ayizokuyeka ukunceda abantu

abadingayo. “Ndiziva ndinelunda

xa ndibona umsebenzi wam

���� 2012 DFSK ��������� MINI PICK ���������� UP 1.1 S/C

���� 2009 NISSAN ��������� NP200 ���������� 1.6 8V BASE MODEL

2010 KIA PICANTO 1.1

���� 2012 DFSK ���� ����� MINI PICK ��������� UP D/C 1.3I �����

���� 2012 GEELY ������������� LC-CROSS �������� R 1.3B GL

250 �����

93000

38000

250 �����

250 �����

���� WHITE

WHITE

SILVER

����� WHITE

������ RED

R �������� 69,900.00

R �������� 79,900.00

R 84,900.00

R ��������� 89,900.00

R ��������� 97,990.00

���� 2011 HYUNDAI ����� ��������� GETZ 1.4 GL HS MANUAL

���� 2011 NISSAN �����MICRA ������������ 1.2 VISIA+MT

2009 HONDA JAZZ 1.4I LX

���� 2012 NISSAN ��������������� MICRA 1.5DCI ACENTA MT

���� 2011 TOYOTA �������������� COROLLA 1.3 ������ IMPACT ���

���� 2011 VOLKSWAGEN ������������������������ POLO VIVO 1.4 TREND A/T

������ 41459

12181 �����

57000

2726 �����

25000 �����

26000 �����

������ WHITE ���� �����

����� SILVER

WHITE

��� WHITE

������ SKY BLUE

������ JAZZ BLUE

R �������� 99,900.00

R �������� 99,900.00

R 113,700.00

R �������� 117,900.00

R �������� 129,900.00

R �������� 137,900.00

���� 2011 TOYOTA ������������ COROLLA ���1.3 ����� IMPACT ��

2011 VOLKSWAGEN POLO 1.4 TRENDLINE 5DR

2012 NISSAN LIVINA X-GEAR 1.6 VISIA

���� 2012 NISSAN ������������� LIVINA X-GEAR ������������������ 1.6 ACENTA

���� 2011 CHEVROLET ������������� CRUZE �������������� 1.8LS ������

28525 ����

42000

1000

22000 ����

25000 �����

������ SKY BLUE

SILVER

THERMAL GOLD

������ WHITE

���� SILVER

R �������� 137,900.00

R 139,900.00

R 149,900.00

R �������� 154,900.00

R �������� 169,700.00

���� 2009 NISSAN ����������������������� X-TRAIL 2.0 4X2 XE

2010 NISSAN

X-TRAIL 2.0 4X2

2010 HYUNDAI SONATA 2.4 AUTO

���� 2010 NISSAN ������X-TRAIL ����� ��������� 2.0 XE ����������

���� 2008 BMW ����������������������� BMW X3 2.0 DIESEL M/T

73000 �����

79700

57000

43769 �����

96464 �����

������ SILVER

WHITE

SILVER

����� SILVER

������ ROYAL BLUE

R �������� 187,900.00

R �������� 189,000.00

R 189,900.00

R ��������� 209,900.00

R �������� 217,900.00

���� 2010 NISSAN �������������� X-TRAIL 2.0D �������� 4X2 �� ��

���� 2012 HYUNDAI �������������� ELANTRA ���������� 1.8 GLS MANUAL ��

2011 NISSAN NP300 2.4I DC 4X2 MID

���� 2012 NISSAN ������JUKE ������� 1.6DDT ���������� 6MT 2WD TEKNA

���� 2011 NISSAN ������������������������ NP300 HARDBODY 2.5D ��������� DC 4X2

���� 2012 NISSAN ������������� JUKE 1.6DDT ���������������� 6MT 2WD TEKNA

64021 ����

5000 �����

15500

19300 �����

22000 �����

5000 ���

����� SILVER

����� CLEAN BLUE

WHITE

����� SILVER

������ WHITE

������� BLACK ����

R �������� 227,900.00

R �������� 234,900.00

R 237,900.00

R �������� 245,900.00

R �������� 246,900.00

R �������� 254,900.00

���� 2010 TOYOTA ������������ HILUX 2.5D-4D ������������ 4X2 D/C

2012 NISSAN QASHQAI 2.0L ACENTA

2010 MERCEDES BENZ C180 CGI A/T B/E

���� 2012 HYUNDAI ������������� IX35 2.0 ����������������� GL 4X2 MANUAL

���� 2010 MERCEDES ������������������� BENZ C200K ����� A/T AVANTGARDE S/ROOF

63000 ���

8951

35000

5000 ���

56725 ���

��� WHITE

TATANIUM

����� SILVER

������ SLEEK SILVER

WHITE

R �������� 257,900.00

R 257,900.00

R 269,900.00

R �������� 269,900.00

R �������� 279,900.00

Door Pivot

Complete

R3899.95

ngoku usamkelwa ngezandla

ezishushu nasesi sizukulwana.

Ndonwabe gqithi xa ndibona abafundi

bezinikele ukwenza umahluko

kubomi babantwana abancinane.

Mna ndiyonwaba xa ndinceda

abantu abangathathi ntweni,

kwaye yiloo nto endiyibethelelayo

kwaba bafundi baseNMMU abazosincedisa

namhlanje,” utshilo

uPearl Bono.

Curtain Track

2.5m

(3.0m R39.95)

R34.95

Lockset

Mortice

5 Lever C.P.

R25.95

PAGE 3

PAGE 4

Thursday, 30 Augu�

Inzuzo ye “Ziko Eliphilayo” lokuqala eBhayi

Staff Reporter

Kwilinge lokuphumelelisa

bonke abachaphazelekayo,

idyunivesiti iNMMU iseke “iziko

eliphilayo” lokuqala eNelson

Mandela Bay, phaya eMotherwell.

I-Emmanuel Haven yabantwana

abosuleleke nabachatshazelwa

yi HIV/AIDS kula

lokishi, kunye nabafundi base

NMMU bazakuzuza lukhulu ngeli

nyathelo lidibanisa uphando, ulwazi

nenkathalo ndawoninye.

Eli “ziko liphilayo” yinxalenye

yesivumelwano phakathi kwe

Emmanuel Haven nedyunivesiti,

esatyikitywa ekuqaleni kwalo

nyaka nephulo lobudlelwane.

Kweli ziko kukho necandelo lee

computer nalapho uluntu nabasebenzi

bezempilo bazakufumana

uqeqesho, beqeqeshwa

ngabafundi base NMMU.

“Sidibanisa eli ziko liphilayo nenkxaso

yezifundo ukuze abafundi

bethu bafumane ithuba lokuba

yinxalenye yoqeqesho noxhaso

loluntu. Kwicala labo bafunda

izidanga ezithe vetshe ezifana

ne PhD nee masters, abo bafundi

banethuba lokwenza umahluko

ngokwendlela abaphanda

ngayo,” utshilo uNjingalwazi

Bay TV Schedule

The Today Show

Nelson Mandela Bay’s currents affairs voice,

showcases the people of Nelson Mandela Bay.

Monday, Tuesday & Thursday: 6.30 - 7.00pm

Wednesday & Friday: 7.30 - 8.30pm

Darelle van Gruenen weSikolo

soLwazi noNxibelelwano ngobuXhaka-xhaka

balamaxesha.

Ubuntu ngunobangela wokuba

le dyunivesiti ibe yinxalenye

yeli phulo, yaye besele beqalile

ngophando oludandalazisa iimfuno

zoluntu, kwaye abafundi

bamaxhaphetshu befakela iintambo

nokudibanisa ubuxhakaxhaka

bee computer ezingama-

20 kweli ziko. “Wonke umntu

uyaphumelela kweli phulo.

Uphando lwexeshana lwalatha

ukuba luyafuneka uqeqesho

lwezakhono zolwazi nonxibelelwano

lobuxhakaxhaka lwala

maxesha, ngakumbi kulutsha,

kodwa kusekuninzi idyunivesiti

enakho ukwenza ukuba lulutho

eluntwini,” uthethe watsho

uNjingalwazi van Greunen, osele

enze uphando lwabucala

malunga nokusetyenziswa koonomyayi,

nto leyo ebe luncedo

kuluntu oluhlwempuzekileyo.

Uncedo oluthe qabavu

oluza ne NMMU luquka inzululwazi

yezempilo, ushishino

nolimo. “Iyasichulumancisa into

yokubona ukuba impumelelo

izakwenzeka xa bukhona ubuxhakaxhaka

kweli ziko, yaye

nokuzimisela macala onke kuzakuba

yinzuzo kumntu wonke,”

utshilo uNjingalwazi van

Greunen, ekwathi unethemba

ukuba intsebenziswano inganaba,

ibandakanye neminye imibutho

ezimiseleyo kule ngingqi.

Ukwathe bangazamkela iingcamango

negalelo laloo mibutho.

1 City News

Your daily news bulletin, covering community news stories

affecting the people of Nelson Mandela Bay.

Monday & Friday: 6pm, 8pm & 10.30pm

Ezokolo

Nelson Mandela Bay’s very own gospel show. Featuring

talented gospel artists, leading pioneers in the industry and

bringing you coverage of spiritual events that take place in

and around the Metro area.

Sunday: 8-9am & 3-4pm

WeRLoud

The Amplifier that Young Adults have been looking for! Covering

all aspects of Entertainment and Lifestyle in the Metro.

Monday, Thursday & Friday: 8.30 - 9.30pm

Tuesday & Wednesday 9.30 - 10.30pm

Big1Up

Big 1 Up is an interactive, variety, entertainment and game

show for youth up to 24 years.

Monday - Friday: 5-6pm

Our New Address:

29 Mount Road,

Mount Croix

If you stay in Port Elizabeth, Uitenhage, Despatch

and surrounding areas – THAT’S GOOD NEWS

SWITCH ON TO BAY TV – FOR FREE

Bay TV will show community news, sport, youth, arts

and children’s programmes and much, much more.

All local stuff for local people

HERE’S HOW TO GET BAY TV IN 4 EASY STEPS

1. Get a terrestrial aerial that picks up Free to Air TV

stations

2. With this connected, manually tune your television

in the UHF bandwidth until you find e-TV

3. Continue tuning and you will find Bay TV

(channel 54, frequency 735.25MHz)

4. Save this channel on your television and BAM!

You are watching Bay TV

Contact us on 041-1010 103

� PAGE 5

Indaba zasekasi

Sizinyibiba zalomgxobhozo wase Walmer

KHANYISA SINQE

khanyisa@zithethele.co.za

Lawo ngamazi abo babesakuba

ngabafundi besikolo i Walmer

High, bebuya sele besithi bafuna

ukuthi enkosi kootitshala babo

nokukhuthaza abafundi ukuba bayithabathe

imfundo njengesitshixo

esisa empumelelweni. “Kaloku

ilokishi le yethu yaziwa njengekhaya

loonqevu, kude kuthwe yeyona

lokishi inobundlobongela. Kungoko

ke thina sithe sabuya seza apha

esikolweni size kubonisa abafundi

ukuba nakubeni ilokishi yethu idume,

okanye isaziwa njengekhaya

loonqevu, kodwa sithi aba, siphuma

kule lokishi. Namhlanje sizithwalandwe

yaye sisemisebenzini,”

An extract from Ukuvuka Kwam Ekufeni ...

Ndathi ndisathelekisa ezi zimvo ndeva, gqudu!

Unomaphelo ugileka kum kwakhona.

Ngomothuko ndasiphuncula isandla sakhe

nto leyo yandenza ndaziva ndinetyala

lokumlahla ngexesha ebekufanele ukuba

ndimkhusela ngalo. Isazela sandambatha

njengoko ndandimbona efile lixhala. Wena

wakha walibona isele lijongene nenyoka?

Izingqi emva kwethu besezivakala kufutshane

ngoku. Ndibone uBongani enyeka, ndaqonda

ukuba ziqhumile. Ukumbona kwam ndiqale

ndafuna ukunyeka nam, ndibone lento

ayibonayo, kodwa ndoyika kuba ngoku

besesithande ukungxanga sigilana, kwaye

kwakufuneka ndiqwalasele apho ndinyathela

khona. Kube ngathi sixelelene, saqalisa

sababeleka abasicatyana, sonke, ngaxeshanye.

Kuthe kuba ayikho enye indlela besingahamba

ngayo, salandelelana ukubaleka oku,

sayikhomba ngakwizakhiwo eziphambi

kwethu. Xa ubaleka ngolu hlobo ke awuyazi

Ukuba kuqhubeka ntoni kosemva kwakho.

Eyona nto yayindoyikisa kukuba uNomaphelo,

intombi le, owayesemva kwam dandingasaziva

izingqi zakhe ngoku

Thembelani Ngenelwa is one of the authors who will be featured as part of National Book Week programme at

the Red Location Museum, from 6-8 September. Title of the Book: Ukuvuka Kwam Ekufeni

Author ; Thembelani Ngenelwa Publisher: Kwela, 2008

PAGE 6

ugadlele watsho obesisithethi sosuku

u-Ntombi Nomakrwayi.

Aba bafundi bebezimase umsitho

wonikezelo lweembasa

kwabo bafundi baqhuba kakuhle

kwizifundo zabo, phofu lomsitho

ubuququzelelwe ngabo babesakuba

ngabafundi kwesi sikolo

nekungoku sele bengabaphangeli.

Ezimbalini zesi sikolo ibikokokuqala

ukuba kubekho umsitho

okumila kunje. Abo babesakuba

ngabafundi kwesisikolo baye

bawuceba lomsitho nanjengokuba

besezindaweni eziqondakalayo.

Bathi baye bacinga ukuba yeyiphi

na indlela abanokuthi kootitshala

babo enkosi ngayo, yaye yeyiphi

na indlela abanokuthi kubafundi

inyibiba iyakwazi ukuphuma

emgxobhozweni, kuba bona bay-

COMING TO THE BAY

Ndiqale ndacinga zonke izehlo endakha ndeva

ngazo. Ingaba baza kumdlwengula bambulale

bethu?

Kaloku kweli lizwe lethu awanqabanga amabali

abantu abadlwengula abafazi phambi kokuba

bababulale. Kwezinye iindawo uva kusithiwa

umntu uguntshulwe amalungu angasese

Phambi kokuba abulawe. Loo ngcingane kanye

yandithundeza ukuba ndinyeke, nje ukubona

ukuba ngaba wayesalandela kusini na. Oyena

mntu ndandimcingela nguye ngaphezu kwethu

sonke. Ndabona endingazange ndakucingela.

Nabo aba bafana bobahlanu bejolise imipu

kuthi. Omnye umpu ubukhangeleka ukhazimla

kakhulu. Andazi nokuba ke bekuyimibono yam

na kodwa esi isibham sasikhangeleka

sibugolide. Inokuba uyazibuza ukuba

ndilithatha phi ithuba lokuhlola isibham, nam

andazi mfundi.

Kwakhona amehlo am aphinde aya kuthi thaa

kwakulaa mfana onesikipa esibomvu

nebhulukhwe yekhaki. Ndiphawule ke ngoku

ukuba uthwele umnqwazana okhakhi we-

sporty.

Thursday�

imizekelo ephilayo.

Zizithwalwandwe ezilithoba

ezisakuba ngabafundi kwesisikolo

abathe bangena kubo ezipokothweni,

bahamba becela nenkxaso

ukuba lomsitho ube yimpumelelo.

Ukusuka apho baye basebenzisana

nootitshala ukuba batyumbe

abona bafundi batshatsheleyo ezifundweni,

ukuze bazokufumana

iimbasa nezatifikethi ngendlela

yokubakhuthaza. Lomsitho ubuzinyaswe

ngabazali, abafundi kunye

nootitshala.

Akuphelelanga apho kodwa

bazakwenza unako nako wokuba

ngexesha labo babuye beze kuncedisa

nasezifundweni, yaye bazakubakhanyisela

nangendlela

yokuqhubekeka nemfundo enomsila.

biluchulumanco kubafundi besikolo samabanga aphakamileyo iWalmer High, ngethuba besamkela iimbasa

ezatifiketi kumsitho obuququzelelwe ngabo babesakuba ngabafundi kwesisikolo. Picture: Khanyisa Sinqe

NATIONAL BOOK WEEK

6– 8 SEPTEMBER 2012

RED LOCATION MUSEUM

Ulindixesha iKotaz oshicilela amabali, imihobe kwakunye nemizobo edidiyelwe

apha eNelson Mandela Bay iye yanomsitho obubanjelwe eZwide

Library nge 22 August. Lo msitho ubungowokubhiyozela iKotaz entsha

yale kota, nalapho uluntu belunikwe iqonga lokwabelana ngamabali.

Apho bekukho ukusuka: Unyawontle uBuyisile Kwenene, Ntobeko Mjiwa,

Mangaliso Buzani, Solitaire noMadoda Ndlankuse.

Photo: Vuyokazi Nkanjeni.

NOT TO BE

MISSED...

FREE

ENTRY!!

Children, Youth and Adults, School & Community Groups,

Adult learners, Teachers, Librarians, Book Clubs, Writers'

Associations, Libraries, CSI Programmes, Reading Promotion

and other Book Lovers are invited!

PROGRAMME ACTIVITIES

The Demo Library - The Magic Tent - Reading Tents - Book Club

sessions – Workshops - Bookmaking sessions - Authors’ Programme -

Book Debates Programme - Motivational Talks - SA Library for the

Blind - Live Theatre Performances - Poetry sessions - Digital

storytelling - Training Programmes - Showcasing of e-books and audio

books – Creative Writing Workshops – and more

www.sabookcouncil.co.za

Tel: 021 914 8626

Thursday, 30 August 2012 - Thursday, 13 September

PAGE 7 7

PAGE 8

imidlalo

nkwenkwezi yenetball yabafana

VUYOKAZI NKANJENI

reporter@zithethele.co.za

Nangona umdlalo webhola yomnyazi

iyinto eyaziwa njengedlalwa

ngumthinjana noonongqovu,

kodwa akho namaqela enetball

yamadoda. U-Sibusio Gebe ngumdlali

ophambili kwiqela lase NMMU

lomnyazi wamadoda. Le nqeberhu

ikhe yamela iphondo leMpuma

Kapa kutshanje kwitumente yenetball

yabasebuhlanti kwinqanaba

loMzantsi Afrika, phaya eRhawutini.

Kuloo tumente bekuqubisene

amaqela angama-30 aphuma kumaphondo

awohlukeneyo, kwaye

nenqila yaseCacadu ibithabatha

inxaxheba okokuqala kule tumente.

U-Sibusiso lo akhange abe

namdla ekukhuleni kwakhe ukudlala

imidlalo elindelekileyo emakhwenkweni

efana nesoka, umbhoxo

neqakamba. Kusesikolweni i-Isaac

Booi Primary apho wafika wadlala

inetball. “Iqela lasesikolweni lenetball

lalinabadlali abangaphelelanga,

ndaze ndangena, ndadlala

centre, kodwa abanye abantwana

zange baqaphele ukuba ndiyink-

wenkwe kuba namantombi ayengekantshuli

mabele. Ekuhambeni

kwexesha kwaye kwacaca

ukuba ndiyinkwenkwe, baze ootitshala

bandinyanzela ukuba ndidlale

isoka nerugby, kuba besithi inetball

yeyamantombi. Ndandihlekwa

nangabanye abantwana, kodwa

loo nto ayizange indikhathaze,” utshilo

uSibusiso.

Uqhubile uSibusiso nokudlala

ibhola yomnyazi naseSakhisizwe

High, apho yaba ngamakhwenkwe

amane aba nomdla wokudlala inetball.

Apho ke inkxaso babeyifumana

kootitshala nabalingane abangumthinjana

kwelo qela lesikolo.

Nalapho ebelilifa lentsini kubantwana

besikolo. “Ndikhuliswe

ngumama yedwa yaye wayengena

ngxaki yokuba ndidlala inetball,

nkqu nabantakwethu bebengena

ngxaki. Umama ebeyibukela yonke

imidlalo ebendidlala kuyo,” utshilo

uSibusiso.

Ngo 2006, lo mfana ominyaka

ingama-23 ohlala eZwide wathabatha

isigqibo sokuseka iqela

lenetball yamadoda, kwaye bonke

abahlobo bakhe baye bangena.

“Saqala singabadlali aba-7 sid-

Thursday, 30�

lala neqela laseMotherwell kuba

ayemabini qha amaqela enetball

apha eBhayi. Safumana inkxaso

eluntwini kuba abantu bebephuma

bazosibukela ngakumbi amanene.

Nangoku xa kukho iitumente zikamasipala

nathi siyamenywa ukuba

sithabathe inxaxheba,” utyatyadule

watsho lo kaGebe.

Lo mdlalo uyahluma kwi Nelson

Mandela Bay ngokubanzi kuba

ngo 2006 ayema-2 kuphela amaqela

omnyazi, kodwa ngoku mahlanu.

Kuloo maqela kukho i Packs,

NMMU, Mighty Guys neFramesby.

“Uninzi lwamanene luthi inetball

yamadoda idlalwa zizitabane,

kanti asiyonyani leyo kuba phaya

kwi Packs ngabafana abadla umbhoxo

abaye basibukela, ze basungula

elabo iqela le netball. Ukanti

elona phupha lam kukudlalela

iqela lesizwe lomnyazi wamadoda,

ukuze umama noluntu bazingce

ngam,” ugqibezele watsho uSibusiso

noxelenga njengomqeqeshi

wezothambo eBlue Water Bay

Gym, aphinde afundise umthambo

eIsaac Booi Primary ekwancedisa

ukuqeqesha iqela lomnyazi kweso

sikolo.

Hooray! Your file is uploaded and ready to be published.

Saved successfully!

Ooh no, something went wrong!