29.12.2012 Views

Xhosa - Your Quest for God.pdf - Cross Currents International ...

Xhosa - Your Quest for God.pdf - Cross Currents International ...

Xhosa - Your Quest for God.pdf - Cross Currents International ...

SHOW MORE
SHOW LESS

You also want an ePaper? Increase the reach of your titles

YUMPU automatically turns print PDFs into web optimized ePapers that Google loves.

Yintoni ke ngoku elandelayo?

singamaGrike, nokuba singamakhoboka, nokuba

singabakhululekileyo” (1 Korinte 12:13).

“Anazi na ukuba thina sonke sabhaptizelwa

kuKristu uYesu, sabhaptizelwa ekufeni kwakhe?

Ngoko ke sangcwatywa naye ngokubhaptizelwa

ekufeni, ukuze njengokuba uKristu wavuswayo

kwabafileyo ngalo uzuko loYise, sithi ngokunjalo

nathi sihambe sinobomi obutsha” (Roma 6:3,4).

“Kuba nafayo, baye ubomi benu bufihlakele kuye

uThixo” (Kolose 3:3).

Eminyakeni emininzi edlulileyo ndandisazi inkwenkwe

eyayinomhlaza wegazi. Ngelo xesha wayeminyaka

esixhenxe kuphela ezelwe, kwaye kwakufuneka ehambe

kugqirha rhoqo emva ngeenyanga ezintathu, ukuba

aye kuhlatywa inaliti yomnqonqo. Ngenye imini

ugqirha wambuza uDaryl ukuba kutheni engakhali nje

njengamanye amakhwenkwe namantombazana, xa inaliti

ingena kumnqonqo. “Ingaba ayikho buhlungu?” wabuza

ugqirha? “Ewe ibuhlungu.” Watsho uDaryl, “kodwa

ke unento ongayiqondiyo; inaliti le kufuneka kuqala

iphumele ezandleni zikaYesu phambi kokuba izokufika

kum”. Kumnandi kakhulu ukwazi ukuba ngenxa yokuba

ukuKristu, wanele yena ukuthatha nantonina ezokuvavanya

nokuchukumisa ubomi bakho! Lukholo ke olo!

Kwanjengokuba umamkele uYesu iNkosi ngokholo,

ikwanguloo mgaqo wokholo okwenza ukuba uzithathele

ukwanelisa kweNkosi uYesu ukuba kuhlangabezana

nasiphina isidingo sobomi. Ngamanye amazwi, isenzo

sokuqala sokholo, sivule umnyango wokuba uzithabathele

133

2006-11-03-Your-quest-for-god-xh133 133 11/10/2006 1:00:44 PM

Hooray! Your file is uploaded and ready to be published.

Saved successfully!

Ooh no, something went wrong!