29.12.2012 Views

Xhosa - Your Quest for God.pdf - Cross Currents International ...

Xhosa - Your Quest for God.pdf - Cross Currents International ...

Xhosa - Your Quest for God.pdf - Cross Currents International ...

SHOW MORE
SHOW LESS

Create successful ePaper yourself

Turn your PDF publications into a flip-book with our unique Google optimized e-Paper software.

Ingaba isikhokelo sakho sakwamoya sithembekile na?

naphina naninina apho ithe yafundiswa yakholelwa khona,

Phambi nje kokuba incwadi yokuqala ehlaziyiweyo

ishicilelwe, umhlobo wethu omtsha uye wasihambela

endlwini yethu. Nangona engengomntu ufane azibonakalise

iimvakalelo zakhe, kodwa wandigqiba ngokukhala xa

sasikwisahluko sesixhenxe sale ncwadi. Kabini siye sema

sathoba intloko sathandaza sinika u Thixo uzuko lwakhe

ngenxa yothando lwakhe ebesifunda ngalo kule ncwadi.

Siye sambulela uThixo ngokusinyamezela, ngenceba

yakhe nangendlela zonke alubonakalise ngayo uthando

lwakhe, ekungafanelekeni kobomi bethu.

Ngexa sithandaza siye seva intshukumo yobukho buka

Thixo wethu ophilileyo, saye sazala luvuyo. Loo mini

yayibalulekile ngokukodwa kumhlobo wam.

Kunyaka ongaphambili kwalo, wayehleli yedwa

kwindlu efudumeleyo, kulapho sadibana khona. Kodwa

ngelo xesha, ubuhle obabumngqongile abuzange bumnike

uvuyo. Kulangazelelo lwakhe lolonwabo, wazibhakaxa

ngazo zonke izimbo zobulwanyana bobudoda. Umkhuba

weziyobisi wawumdle kakhulu, neentlobo ezahlukeneyo

zotywala ziyinxalenye yento ayenza mihla le. Kwiminyaka

emininzi wayedludla elonwabeni nabafumileyo apho

eYurophu nasemhlabeni wonke.

Kubulolo bayo, iinkumbulo zayo zavuselela

unxunguphalo olwenziwa nzulu ngakumbi zizinto

awayezibona ziyimeko yehlabathi egrogrisayo

neyoyikekayo. Kuye kwakungabonakali ndlela

yokuphuma.

Wathi ngokuzimisela okubi, wangxasha umpu

wakhe onemingxuma emibini yokuphuma iimbumbulu,

wawubeka ecaleni apha entloko, wawukhokha. Wayecinga

21

2006-11-03-Your-quest-for-god-xh21 21 11/10/2006 1:00:33 PM

Hooray! Your file is uploaded and ready to be published.

Saved successfully!

Ooh no, something went wrong!