29.12.2012 Views

Xhosa - Your Quest for God.pdf - Cross Currents International ...

Xhosa - Your Quest for God.pdf - Cross Currents International ...

Xhosa - Your Quest for God.pdf - Cross Currents International ...

SHOW MORE
SHOW LESS

Create successful ePaper yourself

Turn your PDF publications into a flip-book with our unique Google optimized e-Paper software.

Isingeniso

A pha ekuhambeni kakhulu kwethu nonkosikazi,

siye sadibana nezihlobo ezininzi koohola

bendlela yobomi naseziphambukeni ngokunjalo.

Ziphuma kumasiko ngamasiko, imo zoqoqosho

ezahlukeneyo nakwizigaba zemfundo ezahlukeneyo.

Siyakholwa ukuba kwakungelo bhaqo ukudibana kwethu

naba Bantu. Kananjalo asikholwa ukuba libhaqo ukuba le

ncwadi ibe sesandleni sakho ngoku.

Kule minyaka mininzi, ezona ncoko zibalulekiyo

sikhe saba nazo nezihlobo zethu ezininzi zijikeleza

kukumlangazelela kwethu uThixo. Ezinye zeengcinga

esabelanane ngazo zikhona kule ncwadi.

Kushicilelo lokuqala lwale ncwadi ethi

“Ukumlangazelela kwakho u-Thixo” apho kuphume

khona olunye ushicilelo oluye lwalandela, lwaluqhutywa

ngumbulelo endinawo. Njengokuba mna noDorothy

sisondela kwisikhumbuzo seminyaka engamashumi

amabini anesihlanu sitshatile, siye sacinginga ngeyona nto

inkulu esingabonakalisa ngayo umbulelo wethu kuThixo

ngokulunga kwakhe kuthi. Siye sacinga ukuba ayikho enye

indlela eyodlula ukubhala, ukushicilela nokupha abantu

abangawaka angamashumi amabini anesihlanu udaba

oluyakubazisela ithemba noxolo. Lo nto iyakuthetha ukuba

ix

2006-11-03-Your-quest-for-god-xh9 9 11/10/2006 1:00:31 PM

Hooray! Your file is uploaded and ready to be published.

Saved successfully!

Ooh no, something went wrong!