29.12.2012 Views

Xhosa - Your Quest for God.pdf - Cross Currents International ...

Xhosa - Your Quest for God.pdf - Cross Currents International ...

Xhosa - Your Quest for God.pdf - Cross Currents International ...

SHOW MORE
SHOW LESS

You also want an ePaper? Increase the reach of your titles

YUMPU automatically turns print PDFs into web optimized ePapers that Google loves.

Intshayelelo

N diyixhasa ngentliziyo yam yonke le ncwadi ithi

“Ukumlangazela kwakho u-Thixo” ngenxa yezizathu

ezibini. Esokuqala sesokuba ndimazi umbhali wale

ncwadi; ungunyana elukholweni; kwaye “Andinaluvuyo

lungaphezu kolu; lokuba ndive ukuba abantwana bam

bahamba enyanisweni” (3 Yohane 4).

Esesibini isizathu asinanto yakwenza nam. U Dr

Richard Bennett wenze owona msebenzi mhle ngokucacisa

kakuhle, ngokufutshane nangokoyisa ingqondo, ezona

zinto zibalulekiyo ngokwazana komntu noThixo.

Ibhayibhile isichazela ukuba u Thixo “ubeke

ingunaphakade ezintliziyweni zabantu” (Intshumayeli

3:11). Xa kunjalo ke singathi, kuba umntu wayedalelwe

ingunaphakade, izinto zalamaxesha azinakuze zimaneze

umntu ngokuzeleyo nangokupheleleyo. Kukho isikroba

esingenasiphelo esingazaliswa kuThixo kuphela.

UAugustine wayichaza kakuhle xa wayevakalisa esithi

“Thixo, thina usidalele wena, nemiphefumlo yethu

ayinakuphumla de ifikelele ekuphumleni kuwe.” Le ncwadi

isincedela ukulandela oko kumlangazelela de sifumane

ukuphumla kubudlelane obuphilileyo bomntu siqu kunye

noThixo onguNaphakade.

vii

2006-11-03-Your-quest-for-god-xh7 7 11/10/2006 1:00:30 PM

Hooray! Your file is uploaded and ready to be published.

Saved successfully!

Ooh no, something went wrong!