29.12.2012 Views

Xhosa - Your Quest for God.pdf - Cross Currents International ...

Xhosa - Your Quest for God.pdf - Cross Currents International ...

Xhosa - Your Quest for God.pdf - Cross Currents International ...

SHOW MORE
SHOW LESS

You also want an ePaper? Increase the reach of your titles

YUMPU automatically turns print PDFs into web optimized ePapers that Google loves.

Ingaba isikhokelo sakho sakwamoya sithembekile na?

bebungakwazi njani ukugqibelela le nto eyayibonakala

ingenakwenzeka kwidolophu enorhwebo olwaluphambili

kangako.

U-Peter Stoner wathelekisa iziprofeto ezisixhenxe

malunga ne Tire yakudala kunye nembali eshicilelweyo,

emva kokubala ukubanakho ukwenzeka kweziprofeto zika

Hezekile, wakhangela ngokwezibhalo, wathi:

“Ukuba uHezekile wayekhangele iTire ngaloo mini,

wachaza ezi zinto zisixhenxe ngobulumko bobuntu,

ibingathetha ukuba amathuba okuba yenzeke loo nto

ebeyakuba sisinye kwizigidi ezingamashumi asixhenxe.

Zonke zenzeka isuntswana nesuntswana lazo.”

Ngoku makhe sikhangele enye yeendlela zokuqikelelwa

kokuzalwa komntwana.

U-Mateyu, igosa lerhafu karhulumente ebilisidla

umhlalaphantsi, ukhumbula iziprofeto ezine

ezingathethelekiyo ezazalisekiswa ekuzalweni kuka Yesu.

Kwesinye zazo, uMateyu usingisele kuMprofeti uMika,

owayeprofete kalukhuni nxamnye nabalawuli ababi

bexesha lakhe. Intliziyo kaMika yayophukile ngenxa

yokuba xa wayesaphila, isizwe sakhe sasingenazinkokheli

zokwenene nezinamagunya. Kodwa ke, uMika wabona

ikamva eliqaqambileyo xa uThixo wayembonisa ukuba

ngenye imini uMlawuli uza kuzalwa. Wade wayikhomba

nendawo ebiza kuzalelwa kuyo le nkokheli izayo.

“Ke wena, Bhetelehem-efrata, ungoyena

umncinane phakathi kwezixeko zakwaYuda, kuya

kuphuma kuwe, oya kuba ngumlawuli kwaSirayeli,

oziphumo zakhe zisusela kumandulo, zisusela

kwimihla yasephakadeni” (Mika 5:2).

19

2006-11-03-Your-quest-for-god-xh19 19 11/10/2006 1:00:33 PM

Hooray! Your file is uploaded and ready to be published.

Saved successfully!

Ooh no, something went wrong!