29.12.2012 Views

11 October 2011 - Eastern Cape Provincial Legislature

11 October 2011 - Eastern Cape Provincial Legislature

11 October 2011 - Eastern Cape Provincial Legislature

SHOW MORE
SHOW LESS

Create successful ePaper yourself

Turn your PDF publications into a flip-book with our unique Google optimized e-Paper software.

ncakasana awukwazi ukumcingela ke umntu ukuba uzakuthetha ntoni

na. So ndiza kucela naye masikhangelane njengokuba ndihleli apha

nje ndiza kuwacela amagosa into yokokuba masifumanane

mhlawumbi nokuba kungekhefu lokuqala apha ndiza kubacela

bobabini basondele and then ndibadibanise namagosa size kuqiniseka

ukuba yintoni esiyenzayo silisebe ukulandela phaya. Ndicinga ukuba

mphathi-nkqubo xa kunjalo ndiza kucela ukwehla kwelam icala.

Enkosi kakhulu.

Mr SPEAKER: UMphathiswa wezendlela, sivile ukuba zininzi

iindlela nebhulorho.

The MEC RESPONSIBLE FOR ROADS AND PUBLIC WORKS:

Enkosi kakhulu Speaker weNdlu. Ndibulise kumalungu onke akhoyo,

amanene namanenekazi, Executive Mayor abakhoyo phakathi kwethu.

Manditsho ndithi isithethi esi besithetha malunga nendlela sisivile

siyi-department sisitsho ukuba ingxaki yendlela ilambethe lonke

eliphondo leMpuma-Kapa.

Oko kuqala sakuqaphela ngoku ukuba kukho utshintsho kubume

bezulu apho kunemvula ebezikade zingekho ngaphambili. Ekuthi

apho kwezo ndawo kuthe kwaqaliswa indlela khona zingahlali ixesha

elide ngenxa yobume, lanto kuthiwa yi-climate change. Inayo ke into

eyenzayo kwibhajethana encinci esinayo. Okwesibini silisebe

sibambisene nela sebe le Local Government kuba into esiyithethayo

ngoku sibajikelezile bonke omasipala, sihleli nosodolophu o-

Hooray! Your file is uploaded and ready to be published.

Saved successfully!

Ooh no, something went wrong!