29.12.2012 Views

11 October 2011 - Eastern Cape Provincial Legislature

11 October 2011 - Eastern Cape Provincial Legislature

11 October 2011 - Eastern Cape Provincial Legislature

SHOW MORE
SHOW LESS

Create successful ePaper yourself

Turn your PDF publications into a flip-book with our unique Google optimized e-Paper software.

Siyafuna ke xa siripota ngezendlela ukuthi i-approach esiyithathileyo

sithetha ngento esithi ngu-60/40 apho sithi ukubangabana

kwiprowujekthi esinazo throughout the province ukuba sibaqashile

abantu abakwaziyo ukuwenza umsebenzi kodwa mabakhwaphe aba

bantu basakhulayo. There is a specific percentage ethi makunikwe

aba bantu basakhulayo bayanyaniswe kwaba bantu sele bekhule

baphelela ukwenzela ukuba nabo baze kukwazi ukufika kulo

mgangatho, yi-approach esiyilandelayo kwicala lezendlela.

Kona ukubangabana uyayijonga i-policy speech sele ndithathe kuye

owayekhokela elisebe not zonke iprowujekthi eziphaya zenziwe

ngenxa yale mithetho ilawulayo. Kuba sathi siphakathi nendawo

kwacaca into yokokuba kune-processes ezingakhange zenziwe

kakuhle. Ekuthiwa ke xa ikhunyushwa yi-KZN court ruling eyenza

ukuba makubekho iprowujekthi ezizakukhe zime kulandelwe i-

processes ezona zikulungeleyo ngokwemithetho elawula eli lizwe.

Kodwa ke ndingatsho ukuba sikwazile ke ukuzigqiba ezo prowujekthi

ezinye zazo. Ezinye zazo uyakufumana azikagqibeki ngokwexesha eli

belibekiwe. Yile ngcaciso ke besiyenza komasipala ngeli xesha

besijikeleza ukuba ezi singekazigqibi sizigqiba ntoni, yintoni izizathu.

Siyafuna ke kwakhona ukuthi sithe silelisebe asingekhe sikwazi

ukuwenza lomsebenzi sodwa masibe nesivumelwano esi senzayo

nomasipala. Lanto kuthiwa yi-Service Level Agreement. Siyenzile ke

neSingqu, neJoe Gqabi district municipality, iChris Hani district

municipality ne-Nelson Mandela Bay Metro, Elundini, Port St Johns

Hooray! Your file is uploaded and ready to be published.

Saved successfully!

Ooh no, something went wrong!