29.12.2012 Views

11 October 2011 - Eastern Cape Provincial Legislature

11 October 2011 - Eastern Cape Provincial Legislature

11 October 2011 - Eastern Cape Provincial Legislature

SHOW MORE
SHOW LESS

Create successful ePaper yourself

Turn your PDF publications into a flip-book with our unique Google optimized e-Paper software.

Mr SPEAKER: Sicela uzixele ke negama lakho sele silandela ngolo

hlobo sonke.

Ms N NYANDANA: NdinguNolukholo kaNyandana ndingumhlali

wala lali. Phaya e-Upper Wood House sinengxaki, ingxaki yethu

yindlela nebhulorho engena phaya isiya eDaliwonga Senior Secondary

School naseJunior yakhona. Ingxaki besisoloko sithetha koceba

ngokungazi kodwa sifumanise into yokokuba landlela ingena phaya

isetyenzwa ngu-national nekwi-province. Okwesibini ibhulorho

phaya imoto abantu bayayela phaya ikhona ibhulorho eya-apruvwa

kudala eminyakeni ukuba siza kuyakhelwa baphelile abantu

nabantwana besikolo xa besiya kweza zikolo. Kukho amaziko empilo

anjengekliniki esathenjiswa ngayo kudala phaya kwathiwa kulahleke

ne-certificate zalo kliniki. Abantu baninzi phaya nezikolo zigcwele

abantwana abafumani kuncedakala. Kukho isikolo endizakuthi

ndisiphawule phaya esiyi-Junior Secondary yala ndawo

esiphuphumayo iklasi nganye iphaya ko-seventy something

yabantwana asifumani kuncedakala phaya khona. Intswela-misebenzi,

akusetyenzwa lulutsha lwala ndawo sihleli kuyo, uphuhliso asinalo.

Mr SPEAKER: Liphelile ixesha lakho. Unamba 2 ke sicela, besithe

kaloku umntu kufuneka athethe emxholweni. Okwangoku besithetha

ngeLady Frere ebekuye kuyo i-NCOP liza kufika elixesha lokuba

nithethe. Ngena namba 2.

Hooray! Your file is uploaded and ready to be published.

Saved successfully!

Ooh no, something went wrong!