29.12.2012 Views

11 October 2011 - Eastern Cape Provincial Legislature

11 October 2011 - Eastern Cape Provincial Legislature

11 October 2011 - Eastern Cape Provincial Legislature

SHOW MORE
SHOW LESS

You also want an ePaper? Increase the reach of your titles

YUMPU automatically turns print PDFs into web optimized ePapers that Google loves.

iinkonzo ezi re-organization of services. Uthatha i-scholar transport

usise kwa-Department of Transport ngoba asinazi-traffic officers

singu-Education thina wokujonga iteksi ukuba zisemgangathweni na

ne-license. Thatha i-school nutrition usifake imali esikolweni uthi

principal ne-SGB ncedisani omama abaphekela abantwana kuthengwe

ukutya ngokwesicwangciso esibekiweyo nguRhulumente.

Sikolonyathelo ke ngoku lokuthi re-organize i-services zethu ukuze

yonke lento ingeyo-core business yethu ikhe iye kule ndawo yayo size

kushiyeka ne-classroom thina. Ngoba owethu umsebenzi singu-

Education kukuqinisekisa into yokokuba izikolo ziyasebenza. Ngalo

mazwi ndithi ke nam mandithathe eli thuba lokuthi thaca le ngxelo

yalo nyaka. Enkosi ndiyabulela Somlomo. [Applause.]

Mr SPEAKER: Enkosi. Sakucela uNobhala afunde isindululo

sesixhenxe.

The SECRETARY: Introduction of annual report of the Department

of Health in terms of Rule 192.2.

Mr SPEAKER: Mphathiswa wezempilo.

The MEC RESPONSIBLE FOR HEALTH: Enkosi Somlomo

obekekileyo. Amalungu esigqeba, abantu baseChris Hani

neziphaluka. Ndithabatha elithuba nam ndisithi thaca ingxelo

yonyaka wesebe lezemfundo Somlomo. Endingabalula nje izinto

Hooray! Your file is uploaded and ready to be published.

Saved successfully!

Ooh no, something went wrong!