29.12.2012 Views

11 October 2011 - Eastern Cape Provincial Legislature

11 October 2011 - Eastern Cape Provincial Legislature

11 October 2011 - Eastern Cape Provincial Legislature

SHOW MORE
SHOW LESS

You also want an ePaper? Increase the reach of your titles

YUMPU automatically turns print PDFs into web optimized ePapers that Google loves.

izakuphazamisana ne-programme njengoko kugqityiwe, njengoko

izicwangciso zenziwe nanjengoko nabo besithe thaca isicwangciso

nkqubo sophuhliso kwingingqi apho abantu bahlala khona. Ndithi

mandizazise ngolo hlobo ke. Enkosi Somlomo, thank you very much.

[Applause.]

Mr SPEAKER: Enkosi Mphathiswa. Ndithatha ke ngoba ndakubona

uMphathiswa othi, ndivile ukuba akukathethwa ngemisebenzi apha

nehagu nokulima. Mphathiswa.

The MEC RESPONSIBLE FOR RURAL DEVELOPMENT AND

AGRARIAN REFORM: Mandibulele Somlomo weNdlu ndibhotise

kumalungu eNdlu yoWiso-Mthetho, ndize nentlonipho enkulu kubo

bonke abantu abathath’inxaxheba kuleNdlu yoWiso-Mthetho

namhlanje. Ndifuna Somlomo ndicele uxolo kubantu abatsha ababini

abaye baphakamisa intetho ezibonakalisa ukungafikeleli kwamagosa

ezolimo kwindawo abakuzo.

Umbuzo ke obuse usithi kwenziwa njani ukuba umntu ngamnye

ozifake ekulimeni angaziboni enyanzelekile ukuba afune abanye

abangekafuni kwenza ngolo hlobo bona. Ngokunjalo noye wayeka

endleleni kuba ibimininzi imiceli mingeni ebeyibeka kodwa ke

wasondela kakhulu kwimfunalwazi yokulima. Manditsho into

yokokuba sisecebeni lokuba amagosa aye kwezi ward ayeqeshelwe

ukuba aye kuzo. Saye ke sinomthetho owodwa ngokwepolisi

ozakwenza ukuba amagosa aye kucebisana nabantu kwindawo

Hooray! Your file is uploaded and ready to be published.

Saved successfully!

Ooh no, something went wrong!