29.12.2012 Views

11 October 2011 - Eastern Cape Provincial Legislature

11 October 2011 - Eastern Cape Provincial Legislature

11 October 2011 - Eastern Cape Provincial Legislature

SHOW MORE
SHOW LESS

You also want an ePaper? Increase the reach of your titles

YUMPU automatically turns print PDFs into web optimized ePapers that Google loves.

Agriculture and Forestry ASGISA and Eastern Cape Rural Finance

Corporation Limited in terms of Rule 192.2.

Mr SPEAKER: Sicela ke uMphathiswa we-Agriculture and Rural

Development umama uCapa aze ngaphambili.

The MEC RESPONSIBLE FOR RURAL DEVELOPMENT AND

AGRARIAN REFORM: Somlomo weNdlu yoWiso-Mthetho

obekekileyo, iNkulumbuso yePhondo amalungu onke eNdlu yoWiso-

Mthetho yaseMpuma-Koloni, abantu bonke ababalulekileyo abakhoyo

kule ntlanganiso nabathathi nxaxheba. Ndiphakama nokuzibulisela

kule nginginya. Apha ndizokubeka ngokomthetho

nangokufanelekileyo ingxelo yonyaka ka-2011 ngokubhekiselele

kwizinyanzeliso zokuba isebe elo kufanele lenze zinkonzo zini na.

Enye yazo ke ikukuzama ukuba kubekhona i-infrastructure, izakhiwo

ezifanele ukuba uphuhliso lwelali nolimo ngokunjalo lukwazi

ukuthatha inxaxheba. Kulapho ke sinokuqhayisa ngokuthi sikwazile

ukuba sibiye i-673 km, sazakha nediphu eziliqela sabanakho ukuba

sibe nendawo zokunyanga nokusebenzela izilwanyana, handling

facilities ezilishumi elinesithathu kwakunye ne-sheds. Oko ke kukuthi

ezi zinto zizo ebezicwangcisiwe zaze zanikwa imali ngokohlahlo-

lwabiwo-mali. Kodwa sisitsho ukuba oku xa ubhekiselele kwinani

lediphu ezifunekayo kusembalwa kakhulu.

Hooray! Your file is uploaded and ready to be published.

Saved successfully!

Ooh no, something went wrong!