29.12.2012 Views

11 October 2011 - Eastern Cape Provincial Legislature

11 October 2011 - Eastern Cape Provincial Legislature

11 October 2011 - Eastern Cape Provincial Legislature

SHOW MORE
SHOW LESS

Create successful ePaper yourself

Turn your PDF publications into a flip-book with our unique Google optimized e-Paper software.

posts lonto yasinika xa zizonke ephondweni xa lilonke 103 iChris

Hani ina 20 kulo 103. Ezinye ndakuzichaza xa ndikwimimandla yazo.

Kwakhona satesta abantu ingculazi kweli Phondo. Uyakukhumbula

ukuba uMongameli ngo-2009 waba ngowokuqala ukukhikstata la

campaign. So saqhuba sisonke ke ngoku elizweni lase South Africa

sakwazi ukuthesta abantu abakwisigidi esinesihlanu apha

kweliPhondo. Ithagethi ebesiyinikiwe ibingu-2 million sawa nganeno

apho.

Oku landelayo yinto yokokuba sikwazile ukusukela ngo-2008

ibibunyuka izinga le TB kodwa ngoku umcimbi wayo siwuthobile

from la level belikuwo ngo-2008 ukuza kutsho ngoku. And enye into

esiyifakileyo entsha kukho i-genets machines ezi zokuthesta. Mos xa

uthesta i-TB uyahlala neveki i-results ungazifumani ngoku it’s a

matter of 2 hours ungazifumana nokuba ume phaya for 2 hours umke

uzifumene.

Oku landelayo abantu ababelekisayo onesi namanye amagosa

nogqirha esibatreyinileyo bayi-136 ngalo nyaka-mali. Kwaze kwakho

about 76 health professionals esiye saphinda nazo sazitreyina

ukwenzela into yokokuba benze izinto ezithile ezifuna abantu

abanobuchule obuhlelelekileyo kunabanye. Kwakhona sobela

abantwana benu abanye babo abangenabazali kodwa iintliziyo

zabazali babo bebefuna ukubafundisa abanye babo bayasokola

ubuhlwempu bubonakala ungekangeni nasendlini. URhulumente ke

uyabancedisa i-families ezi kwimeko ezinjalo siba-asese abantwana

ukwenzela into yokokuba bancediswe, bafundiswe nguRhulumente

Hooray! Your file is uploaded and ready to be published.

Saved successfully!

Ooh no, something went wrong!