29.12.2012 Views

11 October 2011 - Eastern Cape Provincial Legislature

11 October 2011 - Eastern Cape Provincial Legislature

11 October 2011 - Eastern Cape Provincial Legislature

SHOW MORE
SHOW LESS

Create successful ePaper yourself

Turn your PDF publications into a flip-book with our unique Google optimized e-Paper software.

ziyingxubevange iziphumo zazo. Sibe nazo izinto ezibe yimpumelelo

zibe kwakhona nezinto noko eziwukhathazayo umphefumlo. Ukuba

ndingathatha endinokuthi ibe yeyona igqamileyo kwizinto esingathi

zibe yimpumelelo esebeni ibe kukuba ngunyaka lo apho izikolo,

ootishala nabantwana besikolo nabazali sibothulela umnqwazi

ngokokuba bekwazile ukuthatha iziphumo zebanga leshumi

ukuzenyusa ngomgangatho ovakalayo. Ngo-2009 iziphumo ze-Grade

12 zibe ngu-51%, amashumi amahlanu ananye ekhulwini. Kunyaka

ka-2010 yenyuka lo percent yayakuma kumashumi amahlanu

anesibhozo, 58.3% nangona ibingunyaka obunzima kakhulu lowa.

Kuba sakukhumbula sonke la nyaka ibingunyaka webhola yehlabathi

ebilapha eMzantsi Afrika. Kwathetha ukuthi kukho inyanga izikolo

kufuneka zivalile kunikwe ithuba for ukuba kudlalwe ibhola. Ukanti

kwakula nyaka ibe ngunyaka lowa obenesiteleka saba sebenzi

bakaRhulumente uAgasti wonke. Kodwa basebenza abantwana

notishala nabazali zenyuka iziphumo. Siya bahalalisela ke abazali,

iitishala nabantwana kuya bonakala khona into yokokuba izikolo ziwa

zivuka ingxaki ilapha esebeni ngaphakathi. Kwizinto ke endinokuthi

ziye noko zabe ke umphefumlo aziwuphathi kakuhle njengokuba

ndisitsho ingxaki zisesebeni. Kweyona igqamileyo endinqwenela

ukunabela ekhoyo apha yinto yokokuba amagosa nabaphathi besebe

xa kufike ithuba lokuba kuphononongwe ingxelo nokusetyenziswa

kwezimali ngu-Auditor General ezi officials ze-department ziye

zafeyilisha ukusabhumitha i-information. Lonto yabangela into

yokokuba u-Auditor General athi ukuba ibikhona into engaphantsi

Hooray! Your file is uploaded and ready to be published.

Saved successfully!

Ooh no, something went wrong!