20.11.2014 Views

Municipal accounts - Buffalo City

Municipal accounts - Buffalo City

Municipal accounts - Buffalo City

SHOW MORE
SHOW LESS

Create successful ePaper yourself

Turn your PDF publications into a flip-book with our unique Google optimized e-Paper software.

Page 16

UKUPHAZAMISANA NEMITHA

Yintoni ukuphazamisana nemitha?

1. Nayiphina intshukumo ethi ibangele ukwaphulwa kwesivalo, ukuvulwa, ukuhlengahlengisa

okanye ukususwa kwemitha, ukugwegweleza imitha okanye ukuphazamisana nemitha okanye

iingcingo zikamasipala, imibhobho okanye ezinye izinto ezifakelweyo nangayo nayiphina indlela

oko kuthetha ukuphazamisa.

2. Ngumntu ogunyazisiweyo wakamasipala kuphela ovumeleke ukuba agcine ngendlela iimitha,

nezinye izinto ezifakelwa ngumasipala (umz. oomatshini bokuguqula) kunye neengcingo

nemibhobho.

3. Izohlwayo eziqatha ziya kuwiswa kuye nawuphina umntu othe wafunyaniswa ukuba uthe wenza

uphazamiso.

4. Uphazanyiso lulingana njee nobuqhetseba kwaye lungabangela ityala lobundlobongela.

Kumele ukuba ndenzeni ukuba ndithe ndadibana nomntu othi angandehlisela imali endiyibhatalyo

kumbane nakumanzi?

1. Fumana iinkcukacha zakhe.

2. Tsalela umnxeba kumasipala ofanelekileyo kwiSebe leeNkonzo zeNjineli ufumane ingcebiso.

3. Musa ukuvumela nabani na ukuba aphazamise okanye aphathe imitha yakho, imibhobho

okanye amacingo aya kwimitha.

4. Uya kufunyanwa unetyala ukuba imitha yakho inokufunyanwa njengekhe yaphathwaphathwa.

BuffaloCityMetropolitanMunicipality ISALATHHISO SABATHENGI

BUFFALO CITY

METROPOLITAN MUNICIPALITY

Hooray! Your file is uploaded and ready to be published.

Saved successfully!

Ooh no, something went wrong!