20.11.2014 Views

Municipal accounts - Buffalo City

Municipal accounts - Buffalo City

Municipal accounts - Buffalo City

SHOW MORE
SHOW LESS

Create successful ePaper yourself

Turn your PDF publications into a flip-book with our unique Google optimized e-Paper software.

Page 11

Kutheni ndihlawuliswa imali yokuphinda kufakwe umbane xa inkonzo yam ibikhe

yanqunyanyiswa?

1. Ngokukhawuleza xa i-akhawunti yakho ivela kuludwe lokuba makunqunyanyiswe unikezelo

ngombane, oko kuthi wophule isivumelwano. Oku ke kwenza ukuba kubekho iinkqubo ezininzi

ezenzekayo ngokolawulo kunye nobugcisa.

2. Ezi nkqubo zithi zibe nexabiso ku-BCMM ngokwezemisebenzi, imathiriyeli kunye nezinye

izibonelelo zokusebenza, kwaye zithi zihlawulwe ngulo wophule isivumelwano.

AMALUNGISELELO OKUHLAWULA AMATYALA

Yintoni amalungiselelo?

1. Amalungiselelo sisivumelwano esisesikweni phakathi kuka-BCMM kunye nawe

ngokwemiqathango evunyiweyo yomgaqo nkqubo woLawulo lwamaTyala, ethi ikuvumele

ukuba uhlawule ityala lakho libe ngendlela ngexesha elibekiweyo ngokuthi ubhatala ngaphezulu

kunommiselo wenyanga de uligqibe ityala.

Ndingenza amalungiselelo ukuze ndihlawule ndiligqibe ityala lam?

1. Ewe, unganakho ukuba ubungasele uwenzile loo malungiselelo ne-BCMM kulo akhawunti

kwaye ukuba awukho phantsi kolawulo lwamatyala.

2. Ukuba uthe wanikezelwa, umele ukuba wenze amalungiselelo kunye nalowo oqokelela imali

zamatyala.

Ndingawenza njani amalungiselelo?

1. Umele ukutyelela buqu i-ofisi yeeNkonzo zeKhawunta, uze nekopi yesazisi (ID), isiqinisekiso

sokuba uyamkela kunye nenkcazelo yebhanka yeenyanga ezintathu.

2. Emva kokuba igosa lithe labona udidi lolungiselelo lwakho (jonga ngezantsi) kunye nesixa ekuya

kufuneka usihlawule, uya kunikwa isivumelwano esisemthethweni ukuba sisayinwe.

3. Esi sivumelwano siya kuquka kwaye sivume ityala, isixa ekumele sihlawulwe kuqala kunye

nentlawulo yenyanga nganye omele kukuyihlawula.

4. Umsayino kwisivumelwano ukubophelela ukuba uhlawule njengesivumelwano.

Kumele ukuba ndihlawule malini?

1. Ulungiselelo ngalunye luyohluka kolunye kwaye luxhomekeka kwiimeko ezifana nesixa-mali

esilityala kunye nodidi lomthengi.

2. Kubalulekile ukuba uqwalasele ukufikeleleka kwimiqathango yolungiselelo elungisiweyo

phambi kwakho phambi kokusayina isivumelwano njengoko uya kugqithiselwa kwabomthetho

ukuba uthe waphosisa kwisivumelwano.

Ziintoni iindidi zamalungiselo?

1. Igosa elikuncedayo liya kukuxelela ngodidi lwakho xa ufuna ukuqonda ngamalungiselelo.

2. Ezi ndidi zezi zilandelayo:

BuffaloCityMetropolitanMunicipality ISALATHHISO SABATHENGI

BUFFALO CITY

METROPOLITAN MUNICIPALITY

Hooray! Your file is uploaded and ready to be published.

Saved successfully!

Ooh no, something went wrong!