20.11.2014 Views

Municipal accounts - Buffalo City

Municipal accounts - Buffalo City

Municipal accounts - Buffalo City

SHOW MORE
SHOW LESS

Create successful ePaper yourself

Turn your PDF publications into a flip-book with our unique Google optimized e-Paper software.

Page 6

2. Ukugcinwa kweendlela zilungile, iinkqubo zokuhambisa amanzi ezikhukhula, umbane

osetyenziswa zizibane ezitalatweni, izakhiwo zoluntu, umzekelo amathala eencwadi, amaholo,

amaqula okuqubha, izakhiwo zemidlalo kunye nezinye iinkqubo ekuthi abahlali bazuze gqo

okanye mayane ezifuna ukuhlawulewa.

3. Ingeniso evela kwiintlawulo zereyithi ithi ihlawule oku kunye nezinye iinkonzo zoluntu.

Ingaba ixabiso lepropati yam linampembelelo ithini kwiireyithi endizihlawulayo?

1. Ukuba phezulu kwexabiso lwepropati, kutsho ukuba phezulu kwereyithi eza hlawulwa.

2. Ixabiso lepropati lichazwa ngulowo wenza uqikelelo lwamaxabiso (abangaphakathi

nabanesivumelwano sexeshana) kwaye isiphumo sokwenza ixabiso siye siphindaphindwe

ngenani elingenayo kungabikho ntsalela, oko kuya kukunika ixabiso lereyithi emazihlawulwe.

3. Ukunikwa kwexabiso kwipropati kwenziwa nokungqinelana nomthetho wesizwe.

Kutheni ndisenzelwa ityala ngepropati yam kodwa ayihlalwa?

1. Ipropati inexabiso ngoko ke inazo ireyithi.

2. Ipropathi leyo iyazifumana izibonelelo ezingathanga ngqo kumasipala ezifana neendlela, izibane

zasezitalatweni, imibhobho ehambisa amanzi ezandyondyo. njl njl.

3. Intlawulo yocimo-mlilo ikho kuzo zonke iipropati kuba kulindelekile ukuba nayiphina ipropati

ingafumana isehlo sokutsha ze ifune iinkozno zeSebe lezoCimo-Mlilo.

4. Ukuba ipropati ikummandla oneenkonzo kwaye ezo nkonzo zikhona, iintlawulo zokuba zikhona

ziya kufuneka nokuba ezo nkonzo azisetyenziswa.

IMIBUZO NGEE-AKHAWUNTI

Ndenze ntoni ukuba andiyiqondi i-akhawunti yam?

1. Uyacelwa ukuba uqhangamshelane nedesika yemibuzo ubuqu, ngefowuni okanye ngefeksi

kwezo nombolo zichaziweyo ekuqaleni kweli phepha.

Ndenze ntoni ukuba ndikholelwa ukuba i-akhawunti yam ayilunganga?

1. Wamkelekile ukuba uqhagamshelane nedesika yemibuzo ubuqu, ngomnxeba okanye ngefeksi

kwiinombolo ezichaziweyo ekuqaleni kweli phepha.

Ndibuza njani imibuzo?

1. Qhagamshelana nedesika yemibuzo ubuqu, ngomnxeba, okanye ngefeksi kwiinombolo

ezichaziweyo ekuqaleni kweli phepha.

2. Ukuba ukhetha ukuthetha nomntu ubuqu okanye ngomnxeba, nceda uqinisekise ukuba

uyalibhala igama lomntu lowo ukuba akakwazi kuyisombulula ingxaki yakho kwangoko. Oku

kuya kunceda xa ufuna ukulandela umba lowo.

BuffaloCityMetropolitanMunicipality ISALATHHISO SABATHENGI

BUFFALO CITY

METROPOLITAN MUNICIPALITY

Hooray! Your file is uploaded and ready to be published.

Saved successfully!

Ooh no, something went wrong!