03.05.2013 Views

Annual Performance Plan Jaarlikse ... - National Treasury

Annual Performance Plan Jaarlikse ... - National Treasury

Annual Performance Plan Jaarlikse ... - National Treasury

SHOW MORE
SHOW LESS

You also want an ePaper? Increase the reach of your titles

YUMPU automatically turns print PDFs into web optimized ePapers that Google loves.

ST204 IZIKOLO ZIKARHULUMENTE ZESIQHELO

Izikolo ngokwawona manqanaba aphantsi nawona aphezulu (2005)

Gr 1 Gr 2 Gr 3 Gr 4 Gr 5 Gr 6 Gr 7 Gr 8 Gr 9 Gr 10 Gr 11 Gr 12

Gr 1 - 1 19 8 8 145 747 81 72 0 0 38

Gr 2 1 1 0 0

Gr 3 1 0 0

Gr 4 14 2 0 0

Gr 5 0 0

Gr 6 0 0

Gr 7 4 0 1

Gr 8 3 1 3 294

Gr 9 1 2

Gr 10 2

Gr 11 0

Gr 12 1

Zizonke izikolo zaseprayimari (Umseb. 2.1) 1 104

Zizonke izikolo zasesekondarii

(Umseb. 2.2)

346

Qaphela: Amabanga akwikholam esekhohlo abonakalisa elona nqanaba lisezantsi kwisikolo ngasinye, aze lawa

akumgca ophezulu abonakalise elona banga liphezulu. Imvelaphi yeenkcukacha: Annual Survey of Izikolo (2005).

ST205 IZIKOLO ZIKARHULUMENTE ZESIQHELO

Iinkcukacha zobhaliso namazinga okuhambela phambili (2006)

Abafundi

2005 *

Abafundi

2006 *

Isicwangciso Esiliqili Sokwenziwa Komsebenzi Sonyaka 2007/08-2009/10

Abaphindayo

Amazinga

okuphinda

Abaphumayo

Amazinga

abaphumayo

Gr 1 93 515 89,689 - 0% - 0%

Gr 2 94 231 86,697 - 0% - 0%

Gr 3 80 695 90,430 - 0% - 0%

Gr 4 80 809 80,886 - 0% - 0%

Gr 5 74 984 78,092 - 0% - 0%

Gr 6 66 141 73,336 - 0% - 0%

Gr 7 81 953 65,452 - 0% 0%

BEBONKE KWA-

GR 1 TO 7

572,328 564,591 - 0% - 0%

Gr 8 88 778 80,007 - 0% - 0%

Gr 9 82 169 81,166 - 0% - 0%

Gr 10 81 577 83,490 - 0% - 0%

Gr 11 56 657 57,381 - 0% - 0%

Gr 12 39 303 40,166 - 0% - 0%

BEBONKE KWA-

GR 8 UKUYA KU-12

Iinkcazwana

348,484 342,210 - 0% - 0%

Onke amanani abonakalisa imeko yonyaka wesikolo ka-2005 no-2006.

* - Imvelaphi yeenkcukacha – Annual Survey 2004 and 2005..

** ISebe iWCED ngokwembali, laqokelela ingcaciso ekwifomathi yomndilili wamanani (aggregated format) abafundi abaphinda iiklasi

ezikolweni kwiinyanga ezintathu zokuqala kunyaka wokufunda olandelayo. Ukutshekisha esakwenza kwizikolo ezikhethiweyo kwabonisa

ukuba le ngcaciso yayingasoloko ichanekile. Ngo-2006 saqalisa isistim yokulandelela umkhondo wabafundi (learner tracking system) yaye

unyaka ka-2006 wathathwa njengonyaka wokujonga ukusebenza kwale sistim (pilot year) ukwenzela ukuba sikwazi ukuhlangabezana

neengxaki ezivelayo. Sayigqiba ngempumelelo inkqubo yokupasa kwabafundi bagqithele kwelinye ibakala ngo-2006 kunye nenkqubo

yoPhando oliQuphayo olwenziwa ngekhompyutha ngo-2007 (online Snap 2007). Kwingxelo elandelayo siya kuba nako ukunika ingxelo

ngabafundi abaphindayo apha kwiphondo.

*** ISebe iWCED ngokwembali, laqokelela ingcaciso ekwifomathi yomndilili wamanani (aggregated format) abafundi abashiya phakathi

esikolweni bengagqibanga kwiinyanga ezintathu zokuqala kunyaka wokufunda olandelayo. Ukutshekisha esakwenza kwizikolo

ezikhethiweyo kwabonisa ukuba le ngcaciso yayingasoloko ichanekile. Ngo-2007 siqalise inkqubo yoPhando oliQuphayo olwenziwa

ngekhompyutha (online Snap) yaye siza kwenza kwakhona inkqubo yokupasa kwabafundi bagqithele kwelinye ibakala ekupheleni kuka-

2007. Kuya kunikwa ingxelo ngabafundi abashiye phakathi esikolweni bengagqibanga kunyaka wokufunda ka-2007 kwingxelo elandelayo.

52

Hooray! Your file is uploaded and ready to be published.

Saved successfully!

Ooh no, something went wrong!