03.05.2013 Views

Annual Performance Plan Jaarlikse ... - National Treasury

Annual Performance Plan Jaarlikse ... - National Treasury

Annual Performance Plan Jaarlikse ... - National Treasury

SHOW MORE
SHOW LESS

You also want an ePaper? Increase the reach of your titles

YUMPU automatically turns print PDFs into web optimized ePapers that Google loves.

►PM220: Umlinganiselo wempumelelo kwiBanga 12 kwizibalo nezobunzululwazi

Eli linani labafundi abaphumelele imathematika okanye inzululwazi kwiimviwo zematriki kunyaka othile, lize ke lahlulwe ngenani

labantu abaneminyaka eli-18 ubudala. Njengakumlinganiselo wempumelelo (jonga ku-PM219), esis Singqinisiso Sokwenziwa

Komsebenzi sibonakalisa ukuba ikhupha abantu abangakanani na imfundo xa kuthelekiswa namanani oluntu.

►PM221: Ipesenti yabafundi beBanga 9 abafumana iziphumo ezamkelekileyo kuzo zonke iinkalo zezifundo

Esi Singqinisiso Sokwenziwa Komsebenzi sibonakalisa ipesenti yabo bonke abafundi bakwaGrade 9 ngokomyinge, abafumana

iziphumo ezamkelekileyo kwimfundo yabo.

►PM301: Ipesenti yezikolo zabucala ezixhaswa ngemali ngeenjongo zokubekw’esweni

Le yipesenti yezikolo ezizimeleyo ezifumana uncediso-mali lukarhulumente ezithi zityelelwe liSebe eli ngeenjongo zokuza kubeka

iliso kumgangatho. Kubalulekile ukuba urhulumente makabeke iliso kumgangatho wemfundo eqhubeka kwizikolo ezizimeleyo,

ngakumbi kwezo zifumana uncediso-mali lukaarhulumente, aze athathe amanyathelo apho imigangatho ingafikelelwayo.

►PM401: Ipesenti yabantwana abaneemfuno ezizodwa abakwiminyaka yokufundab ekunyanzelekileyo ukuba bafunde

abangabhaliswanga kumaziko emfundo

Le yipesenti yabantwana abakhubazekileyo abakwiminyaka ekunyanzelekileyo kuyo ukuba sesikolweni abangabhaliswanga kuwo

nawaphi na amaziko emfundo. Kubalulekile ukuba urhulumente aqinisekise ngofikeleleko ngokwaneleyo nangokufanelekile lwezikolo

zikarhulumente zesiqhelo ngabafundi abaneemfuno ezizodwa. Okunokufaneleka kukuba esi Singqinisiso Sokwenziwa Komsebenzi

masibe ngu- 0%.

►PM501: Inani labafundi abakwiikholeji ze-FET xa kuthelekiswa nolutsha kweli phondo

Eli linani labafundi beekholeji ze-FET abakuzo zonke iintanga, lahlulwe ngolutsha olukwi-16 ukuya kwi-18 ubudala. Nangona

abafundi abaninzi beekholeji ze-FET beya kuba ngaphaya kwe-18 ubudala, esi Singqinisiso Sokwenziwa Komsebenzi,

siyabonakalisa kodwa esi singinisiso ukuba ngaba iikholeji ze-FET zifikelela kangakanani na kulutsha nakuluntu ngokubanzi.

►PM502: Ipesenti yabafundi ababhinqileyo kwezobugcisa

Le yipesenti yabafundi ababhinqileyo beekholeji ze-FET ababhalise kwizifundo zobunjineli nezinye iinkalo zezobugcisa. Phambili

phaya ubhaliso lwamabhinqa kwezi nkalo belufudula luphantsi kakhulu. Ukuze kuphuculwe ubulungisa basemsebenzini ngokwesini,

kubalulekile ukuba le meko mayiphuculwe

►PM503: Amaziko okugqiba kwiikholeji ze-FET

Eli linani labafundi abaziphumelelayo iimviwo zabo zokugqibela, lahlulwe ngenani labafundi bebonke ababeqalile kwiikholeji ze-FET

benenjongo yokugqiba.

►PM504: Ipesenti yabafundi abasiwa kuqeqesho lwemisebenzi abakwiikholeji ze-FET

Aba ngabafundi abafumana uqeqesho emsebenzini ngokuthunyelwa ziikholeji ze-FET njengepesenti yabo bonke abafundi

abaqeqeshelwa emisebenzini kweli phondo. Esi Singqinisiso sokwenziwa Komsebenzi sibonakalisa ukuba iikholeji ze-FET ziqhuba

njani na ekutsaleni abafundi abavela kuqeqesho lwasemsebenzini.

►PM601: Ipesenti yabafundi be-ABET xa kuthelekiswa nabantu abadala kweli phondo

Lo ngumyinge wabafundi ababhalise kumaziko e-ABET karhulumente, lahlulwe ngenani labantu abadala abakhoyo. Le pesenti

ibonakalisa ukuba lungkanani na ubonelelo ngemfundo ye-ABET kweli phondo.

►PM701: Ipesenti yabafundi abakwiBanga R kwisikolo zikarhulumente ezixhaswa ngemali

Aba ngabafundi bakwaGrade R oxhaswa ngemali ngurhulumente R (kwizikolo zikarhulumente okanye kuamaziko oluntu), bahlulwe

ngenani labo bonke abantwana abaneminyaka emihlanu abakhoyo. Nangona ingeyonjongo karhulumente ukuba aye kufika kwi-

100% kwesi Singqinisiso Sokwenziwa Komsebenzi (abanye abafundi kusenokulindeleka ukub baye kumaziko azimeleyo), umgaqonkqubo

uthi ngo-2010 kufuneka ukuba sibe sifike kumanqanaba aphezulu, aphakathi kwe-80% ne-90%.

Isicwangciso Esiliqili Sokwenziwa Komsebenzi Sonyaka 2007/08-2009/10

85

Hooray! Your file is uploaded and ready to be published.

Saved successfully!

Ooh no, something went wrong!