03.05.2013 Views

Annual Performance Plan Jaarlikse ... - National Treasury

Annual Performance Plan Jaarlikse ... - National Treasury

Annual Performance Plan Jaarlikse ... - National Treasury

SHOW MORE
SHOW LESS

You also want an ePaper? Increase the reach of your titles

YUMPU automatically turns print PDFs into web optimized ePapers that Google loves.

Uhlalutyo lwemiqobo namanyathelo acetywayo okuyisusa

Ukuqeshwa kwabagqatswa abafanelekileyo abanezakhono ezifanelekileyo ngumceli-mngeni kwezemfundo. Inkalo yekhondo

lobutitshala ibonakala njengeneengxaki zolawulo, yaye ikumgangatho ophantsi. Ngeli xesha imivuzo iphantsi kakhulu

kwabaqalayo, abayongezi imivuzo kwamanye amacandelo engqesho. I-WCED iyaqhuebka nokusebenzisana nezikolo

namacandelo emfundo kwiiyunivesithi, afundisa isifundo seMathematika, ubuNzululwazi neTeknoloji ngokuphathelele

ekuqeshweni kootitshala abanesakhono

Kukho ootitshala abambalwa kakhulu abaqeqeshelwe isifundo sokukhokela abafundi kumacandelo omsebenzi abaseleyo

kwi-WCED. Oku kuthetha ukuba kumele kuqeshwe yaye kuqeqeshwe abanye ootitshala kwesi sakhono sibalulekileyo

kwasekuqaleni. Oku auzi kuba lula. I-WCED icebise ngenkqubo yeminyaka emithathu ukuphuhlisa izakhono zootitshala

abafundisa isifundo sezoBomi ngokweenkalo zezifundo nesikhokelo sekhondo lemisebenzi.

Kwenziwa uphando lobunzulu (kusetyenziswa inkqubo yesifo sikaGawulayo nentsholongwane yaso) ukuzama ukufumana

ubuchule boonontlalo-ntle abancedisa ezikolweni, njengephulo elingenandleko zingako nesakhono sobunkokheli,

ukujongana nemiceli-mngeni emininzi ekujonganwa nayo kwiindawo ezininzi zentlalo (kuqukwa nokungabikho esikolweni,

iingxakizokuziphatha, nendlela ephuculweyo yokufikelela kwizibonelelo-nkxaso zentlalo, inkxaso yeentsapho neenkonzo

zempilo esisiseko).

Isicwangciso Esiliqili Sokwenziwa Komsebenzi Sonyaka 2007/08-2009/10

76

Hooray! Your file is uploaded and ready to be published.

Saved successfully!

Ooh no, something went wrong!